<?xml version="1.0" encoding="utf-8"?>
<document>
<s id="1">Idolophu elikomkhulu yaseMizuri yiJefferson City.</s>
<s id="2">Yibhokhwe negusha ezona zilwanyana bezixhelwa, zityiwe. na zasendle kuba Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="3">Wayiqukumbela ileta yakhe ngamzwi athi, "Owenu enkululekweni nakumzabalazo we-Afrika" http://www.sahistory.org.za/article/liberation-struggle-south-africa.</s>
<s id="4">Waye wakhululwa ngomhla we-11 kweyoMdumba ngo-1990.</s>
<s id="5">Wayengena ephuma ke eluvalelweni ngenxa yemisebenzi yezopolitiko awayeyenza, kodwa uqhubeke waxhathisa ekuchaseni ingcinezelo, nangona wayegxothiwe iminyaka emininzi ngexesha leminyaka yama-1960.</s>
<s id="6">Ngomnyaka wama- 2002 umolokazana wakhe u- Ellinor Sisulu washicilela ibali ngobomi babazali bomyeni wakhe, eyathiywa ngesihloko esithi, "Walter &amp; Albertina Sisulu – In Our Lifetime" apho achaza khona ibali lesi sibini sibalaseleyo.</s>
<s id="7">Imibuliso efanelwe ukugcinwa ngabantu yile: Ezinkosini kufanelwe ukuthiwa - A! bani! eluntwini kuthiwe - Bhota! bani!</s>
<s id="8">E-Ireland, abizwa ngokuba zii-Garda.</s>
<s id="9">Zozobini ezi zihlandlu, iintsikelelo nobukho bukaGq.</s>
<s id="10">Kwinguqulelo yomGaqo siseko ka-1993 xa kuthethwa ngeNorthern Sotho kuthiwa Sesotho sa Leboa, kodwa eka-1996 inguqulelo kuthiwa sisiSepedi.</s>
<s id="11">Uzinzo kwiminyaka yeeMfazwe zikaNapoleon, ukuvela kwe-''Pan-Germanism'' ngaphakathi kuManyano lwamaJamani kwaba ngunozala womanyano lwamazwe amaninzi aseJamani kubuKumkani bamaJamani ngo-1871, phantsi kolawulo lwase-Prussia.</s>
<s id="12">Intshulube esisifunxi-gazi isasazwa ngokutyiwa yi-black fly yohlobo lwe-Simulium.</s>
<s id="13">Bamalunga nama-220 ezigidi zabanye abantu abasithetha njengolwimi olongezelelwa kwiilwimi zabo zeenkobe, kwaye kusekho izigidi-gidi zabantu abasafunda ukusithetha.</s>
<s id="14">I-NUSAS iluchasile ngokusemthethweni ucalucalulo, kodwa yamodareyitha inkcaso yayo ukuze kugcinwe inkxaso yabafundi abamhlophe abalondolozekayo.</s>
<s id="15">Brazil ezilahlekileyo oku thelekisa kwaye waba eliminated lokuqala umjikelo ka-Indebe Yehlabathi okokuqala ukususela 1934.</s>
<s id="16">Ibingena kabini ke ityalike, kusasa nangokuhlwa ngeentsuku zeveki, kodwa ngeCawa ibingena kathathu, kusasa, emini nangokuhlwa.</s>
<s id="17">Kuba twelfth consecutive lokulima, tournament ngu idlalwe kwi double umjikelo-robin indlela.</s>
<s id="18">Qinisekisa ukuba uJack uthengisa i-burgers yangoku, kunye neengcali zase-Australia, i-Burger Aussie.</s>
<s id="19">Hay'intombi zeli lizwe ''ezingaconiswayo'', Bona, zona azilwenzanga uzilo, Kanti ezakwaJuda zilele ezintabeni, Zive kusithiwa intombi inomntwana Mntwan'unani na lo useBhetelehem?</s>
<s id="20">URuth Mompati (nge-14 kaSeptemba 1925- nge-12 kaMeyi ngo-2015) wayengusopolitiki waseMzantsi Afrika kwaye enye yeenkokheli zoMbutho wooMama nge-9 Agasti 1956. http://www.sahistory.org.za/people/ruth-mompati Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="21">Uzekelo isiXhosa yimbo kuthi maXhosa kodwa isiNgesi nguphoyiyana.</s>
<s id="22">Lapho ukusebenza formative kwindlela enye acinga, avakalelwa, okanye zenzo zemfundo. Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="23">I-proton ine-mass encinane.</s>
<s id="24">Nangona ibukeka ngathi inelahleko okwexeshana kumntu oyibambileyo, kodwa ekugqibeleni iba lelona tyholo angazimela ngalo umntu, ukuze abenomahluko kwabanye okanye abenguye kwanye abantu, athenjwe, aphumelele, abe negama eliyakuhlala liqaqambile, athi nokokuba sele kuyiminyaka walishiyayo eli, libe igama lakhe lakhe lisathetha.</s>
<s id="25">Kuthiwa izibulo lakhe zange lilunge. yhiyo le nto aba bantu bathintela ukumitha kodwa babe benamadoda bangabazaliyo abantwana abaneempawu zokuzibula.</s>
<s id="26">Igalelo lakhe kwicandelo lezomculo, ekudaniseni nakwifeshini, kunye nokupapasha ngobomi bakhe, zonke ezi zinto zamenza abeyintandane yehlabathi kumashumi amane eminyaka.</s>
<s id="27">Isiko Isiko yindlela ebekuhlala kusenziwa ngayo izinto ngabantu bemveli apha e-Afrika.</s>
<s id="28">Izichumisi kunye nemibungu edla izinto ezifileyo enje ngeempethu zithi zigqibezele ezo zilwanyana kunye nezityalo ezifileyo, ngokuthi ziqwele amalungwana okanye nantoni engatyiwanga sisi-scarvenger kweso silwanyana okanye kweso sityalo.</s>
<s id="29">Augustus Octavian IBhayibhile Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="30">UBusika Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="31">Ezinye zezinto ezibuchaphazeleyo ubomi bukaRubusana yinkolo yobuKrestu.</s>
<s id="32">U-Theon wase-Alexandria waabhala incwadi entsokothileyo kwi-astrolabe.</s>
<s id="33">Emva koko wathi ngonyaka omnye wayakusebenza eQonce (eKing Williams Town).</s>
<s id="34">I-Scavengers sidlala indima ebaluleke kakhulu kw[i-ecosystem]] ngokutya izilwanyana nezityalo ezifileyo.</s>
<s id="35">Ingcaphephe ngezemathematika eyayidume kunene, uFibonacci (1170-1250) waqala ukuhlala e-Algeria eselula.</s>
<s id="36">Edume ngokuba y"inkosazana yaseMzantsi Afrika", uChaka Chaka ubesoloko ehamba phambili njengomculi waseMzantsi Afrika odumileyo kwisithuba seminyaka engama shumi anambili 20 years.</s>
<s id="37">Asiqinisekisi nto malunga nesayithi yangaphandle edibanisa.</s>
<s id="38">Izifundo zobuKrestu zaba nomtsalane kuye, ingakumbi inkolo yokuvuka kwabafileyo.</s>
<s id="39">Ii-Compounds, ezinee-metal atoms zidibana nezinye ii-atoms kutsho kwenzeke ii-molecules, zizezona zinto zixhaphakileyo emHlabeni.</s>
<s id="40">Urhulumente waba ngumbutho ozimeleyo wesizwe sase (i-Transkei the Transkei National Independence Party).</s>
<s id="41">Kananjalo, Ii-Moles zingasetyenziselwa ukujonga okokuba zingaphi na ii-molecules kwii-chemical compounds.</s>
<s id="42">Cart.</s>
<s id="43">Kungoku nje likukuphela kwelizwekazi elineentlobo-ntlobo zezilwanyana ezinkulu. Ezinye zazo zivela ziyintaphane, yamanani amakhulu. Kukho ii-antelope, I-buffalo, imbabala, i-cheetah, imfene, indlovu, i-giraffe, i-rhinoceros, ii-apes, i-hyaena, nezinye nezinye.</s>
<s id="44">Le yiYunivesithi yakhe nabanina oqhuba izifundo zophando.</s>
<s id="45">Ngokwengxelo zeendaba, wathi wagula ngesiquphe, ekhohlela igazi, kwaye naboncedo lokuqala abathi bakhawuleza bafika kwindawo yexhwayelo abazange bakwazi ukumnceda.</s>
<s id="46">Waye watyunjelwa kwibhodi yokuhlaziya iBhayibhile yesiXhosa ngonyaka we1905.</s>
<s id="47">Iingcamango zakhe zazichazwe kuluhlu lwamanqaku ayepapashwe phantsi kwegama elingu "Frank Talk" Wakhulela kusapho oluhluphekileyo lwamaXhosa kwilokishi yase Ginsberg eMpuma Koloni.</s>
<s id="48">Intaba-mlilo yeTeide ikhona kwiSizwe seSizwe saseTeyi sichaza iSayithi leGugu leMhlaba ngu-UNESCO ngo-2007.</s>
<s id="49">Ihloka - lisetshenziswa ukugawula/gamula Eli phepha libhalwe lalifutshane lasisivakalisi esinye kuphela.</s>
<s id="50">Kwindlela yabo evela kwi-Pole, iqela likaScott lathi lakubona ubugoxo bempahla endala eyayiqokolelwe ndawo nye lafumanisa okokuba ininzi into eyayingekho neyayidingeka ngelo xesha, ingakumbi izinto ezifana ne-oli, iparafini kunye namafutha eenqwelo-mafutha nezibizwa ngokuba yi-Kerosene.</s>
<s id="51">Isifo sine-qondo lokufa eliphezulu: sidle ngokubulala phakathi kwama-50% nama-90% abo bantu basulelwe yintsholongwane.</s>
<s id="52">Ukunakana igama – ukusebenzisa amagama amaxhoba abanakaliswe kwizinto zabantu njengezingxobo zokuphatha zesikolo, njalo-njalo ngeenjongo zokwenza ukuba ixhoba lizive likhululekile.</s>
<s id="53">Ixesha lelitye laaphelelwa mhla abantu bafumanisa ubuchule bokunyibilikisa (bokwenza iinkcenkce).</s>
<s id="54">Ungomnye wababhexeshi beeyunivesithi abane eMzantsi Afrika. https://www.sahistory.org.za/people/dr-frene-noshir-ginwala Eyomqungu e month of January.</s>
<s id="55">Kw-ikhemestri, i-concentration ithetha okokuba into (i-substance) egalelwayo okanye exutywayo ingaba ixutywe kangakanani na kuloo nto (substance) ixutywa kuyo. I-substance okanye into e-nyibilikileyo (iboniswe ngedayi ebomvu kule mizekelo) yaziwa ngokuba sisinyibiliki.</s>
<s id="56">Imovie yokuqala kaRay, ithiPather Panchali, awawina iimbasa zehlabathi ezilishumi elinanye, kuquka iBest Human Document kwimibhiyozo yefilim yaseCannes.</s>
<s id="57">Yenzeka njani lento: izandla ezimdaka iinzipho ezinde ezimdaka ubulongwe benkomo iimpukane izilonda apha ezandleni zomsengi imikhwa emibi njengokukhohlela phezu kobisi, ukutshicela izandla nokusula umfinya ngesandla ngelixesha umntu ephethe ubisi.</s>
<s id="58">IAlbertina Sisulu Multipurpose Resource Centre (ASC), ethiywe ngaye uAlbertina Sisulu, yathi yamiswa kwanguye.</s>
<s id="59">Okunene kweenziwa njalo.</s>
<s id="60">I-lead inzima kakhulu kwaye ixinene kwaye isenokusetyenziswa njenge-ballast kwi-inqanawa ukuze inqande zingabhukuqi, okanye ikhusele abantu kwi-ionizing radiation.</s>
<s id="61">Izifo ezosulelayo ezisebantwini zibangelwa ziintlobo ezingaphezulu kwama-20 ze-Leishmania.</s>
<s id="62">Kufundo kabanzi ngoluntu abantu abaninzi bahlala ngokwamaqela aphetheyo kwiqela elithile.</s>
<s id="63">Nceda yandisa iWikipedia. '</s>
<s id="64">Zazimbalwa kakhulu ii-elements ezazisaziwa.</s>
<s id="65">IDyunivesithi yaseEduardo Mondlane iseMaputo.</s>
<s id="66">Kulapho ke ukutya kusilwa khona zii-enzymes ubukhulu becala.</s>
<s id="67">Ugu nguMasipala weSithili yePhondo yaKwaZulu-Natala, eMzantsi Afrika.</s>
<s id="68">Xa i-solid isibangamanzi, kuthiwa iyanyibilika.</s>
<s id="69">Usukile kwakhona, wanduluka nomoya, wenza kwa siphontsholobe, wabuya waya kuhlala phantsi, waphela umoya.</s>
<s id="70">Ii-Acids zikhupha H+ i-ions xa zisemanzini, zikhuphe nee-bases OH− ions xa zisemanzini.</s>
<s id="71">Iitissues ezininzi emzimbeni zine-calcium phosphates kuzo.</s>
<s id="72">Umoya osijikeleziyo okanye esiphila kuwo ungumxube wee-gas ezininzi kunye nothuli lomhlaba.</s>
<s id="73">I-Jamani ithathe umhlaba ongangama-357,385 eekhilomitha (137,903 sq mi) kwaye imozulu itshintsha qho.</s>
<s id="74">Waziwa njenge''sithethi esikhulu'' kuba wayengumntu onobuchule bokuthetha kuluntu.</s>
<s id="75">Isakhono asilindelekanga ukuba sibe yinto ephathekayo: sisenokubhekisa kuloo ndlela umntu ayivela ngayo ingxaki ethile.</s>
<s id="76">Mababe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasemhlabeni wonke, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzela emhlabeni.</s>
<s id="77">Bathamsenqelekile abo balifumeneyo ithuba lokuthetha naye nabambonileyo ngeliso lenyama.</s>
<s id="78">Ukuba uyakwenza oko uyakufumana ikhadi eliqanda.</s>
<s id="79">Oku kwenza okokuba ukubetha kwentliziyo kuye kwii-ventricles.</s>
<s id="80">Ecenga uNtsikana esithi: "Kumkani, sukulwa nabantakwenu yeyona nto izakukulahla phantsi leyo."</s>
<s id="81">U-Emma Sandile (1842-1892), okwaziwa njengePrincess Emma, wayeyintombi yenkosi yeNgqika uMgolombane uSandile.</s>
<s id="82">URhili ususe uBhotomani, inkosana, ukuba ikhe iye kuyiqonda le nto ngokwayo.</s>
<s id="83">Okangoku zimbini iinkokheli zalo mbutho.</s>
<s id="84">I-metal ye-Sodium, umzekelo, ine-oxidation state esingu 0 kwi-elemental state.</s>
<s id="85">Kukho abantu abambalwa baseAinu abajikeleze iHokkaido.</s>
<s id="86">Nezinto zonke eziphilileyo zomhlaba, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezinomphefumlo ophilileyo, ndizinike yonke imifuno eluhlaza ukuba ibe kukudla.</s>
<s id="87">UMakhanda, njengesithethi esinempembelelo, waqala ukuphangela njenge gqirha elalifuna ukuba nesiphiwo sokumazi uThixo ngaphezulu.</s>
<s id="88">UNobhala-Jikelele okhoyo sithetha nje nguBan Ki-moon.</s>
<s id="89">IBrazzaville ikwelinye icala lomlambo waseKongo, ize kwelinye icala kube yiKinshasa.</s>
<s id="90">EAfrika kuqikelelwa ukuba ibangela ilahleko eyi-$12 bhiliyoni USD ngonyaka ngenxa yeendleko zonyango, ukungakwazi ukusebenza negalelo layo kukhenketho.</s>
<s id="91">Indawo yaseChicago metropolitan, obizwa ngokuba Chicagoland, inabantu abamalunga nezigidi 10 kwaye wesithathu-likhulu U.S.Chicago ke kwisihlalo Cook County.</s>
<s id="92">Ukhuphiswano lubona i-Rosario Central iphumelele i-Argentine Primera ngamaphuzu athile kubadlali abanobukrakra be-Newell's Old Boys.</s>
<s id="93">Lo mgca o-diagonal awusuki phezulu, ungasuki ezantsi, kwaye awunqumli (oko kuthetha ukuthi awusuki ngasekhohlo usiya ngasekunene) Lo ngumngca oqhakamshelanisa okanye oxhumanisa iikona ezimbini ngokokumila kwento leyo kwenziwa kuyo umlinganiselo. Kwa-mathematika, "i-diagonal" ineentsingiselo ezahlukeneyo.</s>
<s id="94">Akanakuphila emanzini anetyuwa. zikhula ngemetamorphosis.</s>
<s id="95">Imizekelo zii-sailboats kunye nee-iceboats.</s>
<s id="96">Umlawuli jikelele woMbutho wezeMpilo kwiHlabathi, uGqr Tedros Adhanom Ghebreyesus, wathi, "Le ayisiyongxaki yezempilo nje kuphela, yingxaki enokuthi ichukumise onke amacandelo - ngenxa yoko icandelo ngalinye nelungu ngalinye kufuneka libandakanyeke emzabalazweni".</s>
<s id="97">I-1986 iCopa Banco Galicia yayiyintambo ye-tennis eyayiqhutyelwa eBuenos Aires, eArgentina eyinxalenye ye-1986 Nabisco Grand Prix.</s>
<s id="98">Nangona isiNgesi ilulwimi olusetyenziswa imihla-ngemihla kwiinkonzo zikawonke-wonke nakwiintengiso, lulwimi lwesine olusetyenziswa njengolwimi lweenkobe.</s>