# xh/Xhosa.xml.gz
# zu/Zulu-NT.xml.gz


(src)="b.MAT.1.1.1"> Incwadi yomlibo wokuzalwa kukaYesu Kristu , unyana kaDavide , unyana ka-Abraham .
(trg)="b.MAT.1.1.1"> Incwadi yokuzalwa kukaJesu Kristu , indodana kaDavide , indodana ka-Abrahama .

(src)="b.MAT.1.2.1"> UAbraham wazala uIsake ; uIsake ke wazala uYakobi ; uYakobi wazala uYuda nabazalwana bakhe ;
(trg)="b.MAT.1.2.1"> U-Abrahama wazala u-Isaka , u-Isaka wazala uJakobe , uJakobe wazala uJuda nabafowabo ;

(src)="b.MAT.1.3.1"> uYuda wazala uPeretse noZera ngoTamare ; uPeretse wazala uHetseron ; uHetseron wazala uAram ;
(trg)="b.MAT.1.3.1"> uJuda wazala oFaresi noZara kuTamari , uFaresi wazala u-Esiromu , u-Esiromu wazala u-Aramu ;

(src)="b.MAT.1.4.1"> uAram wazala uAminadabhi ; uAminadabhi wazala uNashon ; uNashon wazala uSalemon ;
(trg)="b.MAT.1.4.1"> u-Aramu wazala u-Aminadaba , u-Aminadaba wazala uNasoni , uNasoni wazala uSalimoni ;

(src)="b.MAT.1.5.1"> uSalemon wazala uBhohazi ngoRahabhi ; uBhohazi wazala uObhede ngoRute ; uObhede wazala uYese ;
(trg)="b.MAT.1.5.1"> uSalimoni wazala uBowasi kuRakhabi , uBowasi wazala u-Obede kuRuthe , u-Obede wazala uJesayi ;

(src)="b.MAT.1.6.1"> uYese wazala uDavide ukumkani .
(src)="b.MAT.1.6.2"> UDavide ke ukumkani wazala uSolomon ngobengumkaUriya ;
(trg)="b.MAT.1.6.1"> uJesayi wazala uDavide , inkosi .
(trg)="b.MAT.1.6.2"> UDavide wazala uSolomoni kumka-Uriya ;

(src)="b.MAT.1.7.1"> uSolomon wazala uRehabheham ; uRehabheham wazala uAbhiya ; uAbhiya wazala uAsa ;
(trg)="b.MAT.1.7.1"> uSolomoni wazala uRobowamu , uRobowamu wazala u-Abiya , u-Abiya wazala u-Asafa ;

(src)="b.MAT.1.8.1"> uAsa wazala uYoshafati ; uYoshafati wazala uYoram ; uYoram wazala u-Uziya ;
(trg)="b.MAT.1.8.1"> u-Asafa wazala uJosafati , uJosafati wazala uJoramu , uJoramu wazala u-Oziya ;

(src)="b.MAT.1.9.1"> u-Uziya wazala uYotam ; uYotam wazala uAhazi ; uAhazi wazala uHezekiya ;
(trg)="b.MAT.1.9.1"> u-Oziya wazala uJothamu , uJothamu wazala u-Akazi , u-Akazi wazala uHezekiya ;

(src)="b.MAT.1.10.1"> uHezekiya wazala uManase ; uManase wazala uAmon ; uAmon wazala uYosiya ;
(trg)="b.MAT.1.10.1"> uHezekiya wazala uManase , uManase wazala u-Amoni , u-Amoni wazala uJosiya ;

(src)="b.MAT.1.11.1"> uYosiya wazala uYekoniya nabazalwana bakhe ngexesha lokufuduselwa kwabo eBhabhilon .
(trg)="b.MAT.1.11.1"> uJosiya wazala uJekoniya nabafowabo ngesikhathi sokuthunjelwa eBabiloni .

(src)="b.MAT.1.12.1"> Emveni ke kokufuduselwa kwabo eBhabhilon , uYekoniya wazala uSalatiyeli ; uSalatiyeli wazala uZerubhabheli ;
(trg)="b.MAT.1.12.1"> Kwathi emva kokuthunjelwa eBabiloni uJekoniya wazala uSalatiyeli , uSalatiyeli wazala uZorobabeli ;

(src)="b.MAT.1.13.1"> uZerubhabheli wazala uAbhihudi ; uAbhihudi wazala uEliyakim ; uEliyakim wazala uAzore ;
(trg)="b.MAT.1.13.1"> uZorobabeli wazala u-Abiyudi , u-Abiyudi wazala u-Eliyakimi , u-Eliyakimi wazala u-Azori ;

(src)="b.MAT.1.14.1"> uAzore wazala uTsadoki ; uTsadoki wazala uYakin ; uYakin wazala uElihudi ;
(trg)="b.MAT.1.14.1"> u-Azori wazala uSadoki , uSadoki wazala u-Akimi , u-Akimi wazala u-Eliyudi ;

(src)="b.MAT.1.15.1"> uElihudi wazala uElazare ; uElazare wazala uMatan ; uMatan wazala uYakobi ;
(trg)="b.MAT.1.15.1"> u-Eliyudi wazala u-Eleyazare , u-Eleyazare wazala uMathani , uMathani wazala uJakobe ;

(src)="b.MAT.1.16.1"> uYakobi ke wazala uYosefu , indoda kaMariya , ekuthe ngaye kwazalwa uYesu , okuthiwa nguKristu .
(trg)="b.MAT.1.16.1"> uJakobe wazala uJosefa , indoda kaMariya , azalwa nguye uJesu othiwa uKristu .

(src)="b.MAT.1.17.1"> Zonke izizukulwana ngoko , ezithabathela kuAbraham zizise kuDavide , zizizukulwana ezilishumi elinazine ; nezithabathela kuDavide zizise ekufuduselweni kwabo eBhabhilon , zizizukulwana ezilishumi elinazine ; nezithabathela ekufuduselweni kwabo eBhabhilon zizise kuKristu , zizizukulwana ezilishumi elinazine .
(trg)="b.MAT.1.17.1"> Zinjalo-ke izizukulwane zonke ezisukela ku-Abrahama ziye kuDavide , ziyizizukulwane eziyishumi nane ; nezisukela kuDavide ziye ekuthunjelweni eBabiloni ziyizizukulwane eziyishumi nane ; nezisukela ekuthunjelweni eBabiloni ziye kuKristu ziyizizukulwane eziyishumi nane .

(src)="b.MAT.1.18.1"> Ke kaloku ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaye kungolu hlobo : Kwathi , akubon ’ ukuba unina uMariya useleganelwe uYosefu , bengekahlangani , wafunyanwa emithi ngoMoya oyiNgcwele .
(trg)="b.MAT.1.18.1"> Ukuzalwa kukaJesu Kristu kwaba nje : unina uMariya esemiselwe uJosefa , bengakahlangani wafunyanwa ekhulelwe ngoMoya oNgcwele .

(src)="b.MAT.1.19.1"> Wathi ke uYosefu indoda yakhe , engolilungisa , engathandi ukumhlaza ekuhleni , wanga angamala ngasese .
(trg)="b.MAT.1.19.1"> Kepha uJosefa indoda yakhe engumuntu olungileyo , engathandi ukumthela ihlazo , wayefuna ukumlahla ngasese .

(src)="b.MAT.1.20.1"> Akubon ’ ukuba uyazicinga ezi zinto , naso isithunywa seNkosi sibonakala kuye ephupheni , sisithi , Yosefu , nyana kaDavide , musa ukoyika ukumthabathela kuwe uMariya , umfazi wakho ; kuba oko kukhawulweyo phakathi kwakhe kungoMoya oyiNgcwele .
(trg)="b.MAT.1.20.1"> Esazindla ngalokho , bheka , ingelosi yeNkosi yabonakala kuye ngephupho , ithi : “ Josefa , ndodana kaDavide , ungesabi ukumthatha uMariya umkakho , ngokuba lokho akukhulelweyo kungoMoya oNgcwele .

(src)="b.MAT.1.21.1"> Uya kuzala unyana ke , umbize ngegama elinguYesu ; kuba yena eya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo .
(trg)="b.MAT.1.21.1"> Uzakuzala indodana , uyiqambe igama lokuthi uJesu , ngokuba nguye oyakusindisa abantu bakhe ezonweni zabo . ”

(src)="b.MAT.1.22.1"> Ke kaloku oku konke kwenzeke , ukuze kuzaliseke okwathethwayo yiNkosi ngomprofeti , isithi ,
(trg)="b.MAT.1.22.1"> Lokhu konke kwenzeka ukuba kugcwaliseke okwakhulunywa yiNkosi ngomprofethi ukuthi :

(src)="b.MAT.1.23.1"> Yabonani , intombi le iya kumitha izale unyana , Bambize ngegama elinguImanuweli , oko kukuthi ngentetho evakalayo , uThixo unathi .
(trg)="b.MAT.1.23.1"> “ Bheka , intombi iyakukhulelwa , izale indodana ; bayakuyiqamba igama lokuthi u-Emanuweli , ” okungukuthi ngokuhunyushwa “ uNkulunkulu unathi ” .

(src)="b.MAT.1.24.1"> Wathi ke uYosefu , evukile ebuthongweni , wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa seNkosi , wamthabathela kuye umfazi wakhe ;
(trg)="b.MAT.1.24.1"> UJosefa esevukile ebuthongweni wenza njengalokho imyalile ingelosi yeNkosi , wamthatha umkakhe ;

(src)="b.MAT.1.25.1"> waza ke akamazi , wada wazala unyana wakhe wamazibulo ; wambiza ke ngegama elinguYesu .
(trg)="b.MAT.1.25.1"> akaze aya kuye , waze wazibula ngendodana ; wayiqamba igama lokuthi uJesu .

(src)="b.MAT.2.1.1"> Kuthe ke , akubon ’ ukuba uYesu uzelwe eBhetelehem yelakwaYuda , emihleni kaHerode ukumkani , kwabonakala kufika eYerusalem izazi zivela empumalanga , zisithi ,
(trg)="b.MAT.2.1.1"> UJesu esezelwe eBetlehema laseJudiya emihleni kaHerode inkosi , bheka , kwafika izazi eJerusalema , zivela empumalanga , zithi :

(src)="b.MAT.2.2.1"> Uphi na lo uzelweyo , ukumkani wamaYuda ?
(src)="b.MAT.2.2.2"> Kuba sibone inkwenkwezi yakhe empumalanga ; size kumnqula .
(trg)="b.MAT.2.2.1"> “ Uphi lowo ozelwe eyinkosi yabaJuda na ?
(trg)="b.MAT.2.2.2"> Ngokuba sibonile inkanyezi yakhe kwelasempumalanga , size ukukhuleka kuye . ”

(src)="b.MAT.2.3.1"> Uthe ke uHerode ukumkani , akuva , wakhathazeka , yena nayo yonke iYerusalem naye .
(trg)="b.MAT.2.3.1"> UHerode inkosi esekuzwile lokho wakhathazeka neJerusalema lonke kanye naye .

(src)="b.MAT.2.4.1"> Wahlanganisa ke bonke ababingeleli abakhulu nababhali babantu , wababuza ukuba ubeya kuzalelwa phi na uKristu .
(trg)="b.MAT.2.4.1"> Wabutha bonke abapristi abakhulu nababhali besizwe , wabuza kubo ukuthi uKristu uzakuzalelwaphi .

(src)="b.MAT.2.5.1"> Bathe ke kuye , EBhetelehem yelakwaYuda ; kuba kubhaliwe ngomprofeti kwathiwa ,
(trg)="b.MAT.2.5.1"> Bathi kuye : “ EBetlehema laseJudiya , ngokuba kulotshiwe kanjalo ngomprofethi ukuthi :

(src)="b.MAT.2.6.1"> Nawe Bhetelehem , mhlaba wakwaYuda , Akunguye nakanye omncinanana phakathi kwabalawuli bakwaYuda : Kuba kuwe apha kuya kuphuma uMlawuli , Onguyena uya kubalusa abantu bam amaSirayeli .
(trg)="b.MAT.2.6.1"> “ ‘ Nawe Betlehema , lizwe lakwaJuda , kawusiye omncane nakanye kubabusi bakwaJuda , ngokuba kuyakuvela kuwe umbusi oyakwalusa isizwe sami u-Israyeli . ’ ”

(src)="b.MAT.2.7.1"> Kwakuba njalo , uHerode , ezibize ngasese izazi ezo , waqondisisa kakuhle kuzo ixesha lokubonakala kwenkwenkwezi leyo ;
(trg)="b.MAT.2.7.1"> Khona uHerode , ezibizile izazi ngasese , wabuzisisa kuzo isikhathi inkanyezi ebonakele ngaso ,

(src)="b.MAT.2.8.1"> wazithuma ke eBhetelehem , wathi , Hambani niye nicokise ukubuzisa ngomntwana lowo ; xa ke nithe namfumana , ze nindibikele , ukuze nam ndiye kumnqula .
(trg)="b.MAT.2.8.1"> wazithuma eBetlehema , wathi : “ Hambani nibuzisise ngomntwana ; kuyakuthi nxa nimfumene , ningitshele ukuba nami ngiye ngikhuleke kuye . ”

(src)="b.MAT.2.9.1"> Zimvile ke zona ukumkani , zahamba ; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga izandulela , yada yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo .
(trg)="b.MAT.2.9.1"> Seziyizwile inkosi , zamuka ; bheka , inkanyezi ezayibona kwelasempumalanga yahamba phambi kwazo , yaze yafika yema phezu kwalapho umntwana ekhona .

(src)="b.MAT.2.10.1"> Zathi ke , zakuyibona inkwenkwezi , zavuya ngovuyo olukhulu kakhulu .
(trg)="b.MAT.2.10.1"> Zathi ukuyibona inkanyezi , zathokoza ngokuthokoza okukhulu kakhulu .

(src)="b.MAT.2.11.1"> Zingenile endlwini , zambona umntwana enoMariya unina , zawa phantsi , zaqubuda kuye ; zathi , zinqike impahla yazo , zanikela kuye iminikelo , igolide , nentlaka emhlophe , nemore .
(trg)="b.MAT.2.11.1"> Zase zingena endlini , zabona umntwana noMariya unina , zawa phansi , zakhuleka kuye , zavula amagugu azo , zamkhunga ngezipho : igolide namakha nenhlaka .

(src)="b.MAT.2.12.1"> Zathi , kuba zihlatyelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode , zemka ngayimbi indlela ukuya ezweni lakowazo .
(trg)="b.MAT.2.12.1"> Kwathi ziyaliwe nguNkulunkulu ngephupho ukuba zingabuyeli kuHerode , zabuyela ezweni lakubo ngenye indlela .

(src)="b.MAT.2.13.1"> Zithe zakubon ’ ukuba zimkile ke zona , naso isithunywa seNkosi sibonakala kuYosefu ephupheni , sisithi , Vuka , umthabathe umntwana nonina , usabele eYiputa , uze ube khona apho ndide ndikuxelele ; kuba uHerode uhlalele ukumfuna umntwana lowo , ukuba amtshabalalise .
(trg)="b.MAT.2.13.1"> Sezimukile , bheka , ingelosi yeNkosi yabonakala kuJosefa ngephupho , ithi : “ Vuka uthabathe umntwana nonina , ubalekele eGibithe , uhlale khona , ngize ngikutshele ; ngokuba uHerode uzakumfuna umntwana ukuba ambhubhise . ”

(src)="b.MAT.2.14.1"> Evukile ke yena , wamthabatha umntwana nonina ebusuku , wemka waya eYiputa .
(trg)="b.MAT.2.14.1"> Wavuka-ke , wathabatha umntwana nonina ebusuku , wamuka waya eGibithe ,

(src)="b.MAT.2.15.1"> Waba khona apho wada wabhubha uHerode ; ukuze kuzaliseke okwathethwayo yiNkosi ngomprofeti isithi , Ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa .
(trg)="b.MAT.2.15.1"> wahlala khona , waze wafa uHerode , ukuze kugcwaliseke okwakhulunywa yiNkosi ngomprofethi ukuthi : “ Ngayibiza indodana yami iphume eGibithe . ”

(src)="b.MAT.2.16.1"> Ke kaloku uHerode , akubona ukuba izazi zidlale ngaye , waba nomsindo kunene , waza wathumela , wababulala bonke abantwana abaseBhetelehem , nakuyo yonke imida yayo , abaminyaka mibini bezelwe , nangaphantsi , elungelelanisa nexesha abeliqondisise kakuhle kuzo izazi .
(trg)="b.MAT.2.16.1"> Khona uHerode , esebonile ukuthi izazi zimphambile , wathukuthela kakhulu , wathumela wabulala bonke abantwana besilisa baseBetlehema nasendaweni yonke yangakhona , abaminyaka mibili nangaphansi njengesikhathi abesibuzisisile kuzo izazi .

(src)="b.MAT.2.17.1"> Kwandula ukuzaliseka okwathethwayo ngoYeremiya umprofeti esithi ,
(trg)="b.MAT.2.17.1"> Khona kwagcwaliseka okwakhulunywa ngoJeremiya umprofethi ukuthi :

(src)="b.MAT.2.18.1"> Kwavakala izwi eRama , Isimema nesililo nesijwili esikhulu , URakeli elilela abantwana bakhe , Engavumi ukuthuthuzeleka , ngokuba bengasekho .
(trg)="b.MAT.2.18.1"> “ Kwezwakala izwi eRama , ukukhala nokulila okukhulu , uRakheli ekhalela abantwana bakhe , engavumi ukududuzwa , ngokuba abasekho . ”

(src)="b.MAT.2.19.1"> Akubon ’ ukuba ubhubhile ke uHerode , sabonakala isithunywa seNkosi sibonakala ephupheni kuYosefu eYiputa sisithi ,
(trg)="b.MAT.2.19.1"> Kepha uHerode esefile , bheka , ingelosi yeNkosi yabonakala ngephupho kuJosefa eGibithe , yathi :

(src)="b.MAT.2.20.1"> Vuka , umthabathe umntwana nonina , uye ezweni lakwaSirayeli ; kuba bafile abo babezonda ubomi bomntwana .
(trg)="b.MAT.2.20.1"> “ Vuka uthabathe umntwana nonina , uye ezweni lakwa-Israyeli ; ngokuba sebefile ababezingela ukuphila komntwana . ”

(src)="b.MAT.2.21.1"> Wavuka ke , wamthabatha umntwana nonina , weza ezweni lakwaSirayeli .
(trg)="b.MAT.2.21.1"> Wasuka-ke , wathabatha umntwana nonina , wafika ezweni lakwa-Israyeli .

(src)="b.MAT.2.22.1"> Ke kaloku , akuva ukuba uArkelawo ungukumkani kwelakwaYuda esikhundleni sikaHerode uyise , woyika ukuhamba asinge khona ; wathi ke , ehlatyelwe nguThixo ephupheni , wemka waya kumacala elaseGalili .
(trg)="b.MAT.2.22.1"> Kepha ezwa ukuthi sekubusa u-Arkelawu eJudiya esikhundleni sikaHerode uyise , wesaba ukuya khona ; eseyaliwe nguNkulunkulu ngephupho wamuka waya kwelaseGalile ;

(src)="b.MAT.2.23.1"> Ufike wema emzini ekuthiwa yiNazarete ; ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngabaprofeti , okokuba wobizwa ngokuthi ungowase Nazarete .
(trg)="b.MAT.2.23.1"> wafika wakha emzini othiwa iNazaretha ukuba kugcwaliseke okwakhulunywa ngabaprofethi ukuthi : “ Uyakubizwa ngokuthi umNazaretha . ”

(src)="b.MAT.3.1.1"> Ke kaloku , kuthi ngaloo mihla kufike uYohane umbhaptizi , ememeza entlango yelakwaYuda , esithi ,
(trg)="b.MAT.3.1.1"> Ngaleyo mihla kwavela uJohane uMbhapathizi eshumayela ehlane laseJudiya , ethi :

(src)="b.MAT.3.2.1"> Guqukani , kuba ubukumkani bamazulu busondele .
(trg)="b.MAT.3.2.1"> “ Phendukani , ngokuba umbuso wezulu ususondele ! ”

(src)="b.MAT.3.3.1"> Kuba lo nguye awayethetha yena uIsaya umprofeti , esithi , Izwi lodandulukayo entlango , lisithi , Yilungiseni indlela yeNkosi , Wutyenenezeni umendo wayo .
(trg)="b.MAT.3.3.1"> Ngokuba nguye akhuluma ngaye umprofethi u-Isaya , ethi : “ Izwi lomemezayo ehlane , lithi : ‘ Lungisani indlela yeNkosi , nenze imikhondo yayo iqonde . ’ ”

(src)="b.MAT.3.4.1"> Ke uYohane lowo ingubo yakhe ibiyeyoboya benkamela , enombhinqo wentlonze esinqeni sakhe ; kwaye ke ukudla kwakhe kuziinkumbi nobusi basendle .
(trg)="b.MAT.3.4.1"> Yena uJohane wayenengubo yoboya bekamela noqhotho lwesikhumba okhalweni lwakhe ; ukudla kwakhe kwakuyizinkumbi nezinyosi zasendle .

(src)="b.MAT.3.5.1"> Babephuma oko besiya kuye abaseYerusalem , nabelakwaYuda bonke , nabommandla wonke waseYordan .
(trg)="b.MAT.3.5.1"> Khona kwaphumela kuye iJerusalema , neJudiya lonke , nezwe lonke laseJordani ,

(src)="b.MAT.3.6.1"> Babhaptizwa nguye eYordan apho , bezixela izono zabo .
(trg)="b.MAT.3.6.1"> babhapathizwa nguye emfuleni iJordani bevuma izono zabo .

(src)="b.MAT.3.7.1"> Ke kaloku , akubona into eninzi yabaFarisi nabaSadusi besiza ekubhaptizeni kwakhe , wathi kubo , Nzalandini yamarhamba , ngubani na onibonisileyo ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo ?
(trg)="b.MAT.3.7.1"> Kepha kwathi ebona abaningi kubaFarisi nabaSadusi beza embhapathizweni , wathi kubo : “ Nzalo yezinyoka , ngubani onibonise ukubalekela intukuthelo ezayo na ?

(src)="b.MAT.3.8.1"> Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko ; ize ningabi nithi phakathi kwenu ,
(trg)="b.MAT.3.8.1"> Ngakho vezani izithelo ezifanele ukuphenduka .

(src)="b.MAT.3.9.1"> Thina sinobawo uAbraham ; kuba ndithi kuni , Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham .
(trg)="b.MAT.3.9.1"> Ningacabangi ukuba ningasho phakathi kwenu ukuthi : ‘ Sinobaba u-Abrahama ; ’ ngokuba ngithi kini : UNkulunkulu angamvusela u-Abrahama abantwana kulawa matshe .

(src)="b.MAT.3.10.1"> Kananjalo izembe selibekiwe engcanjini yemithi ; ngoko yonke imithi engavelisi siqhamo sihle , iyagawulwa iphoswe emlilweni .
(trg)="b.MAT.3.10.1"> Izembe selibekiwe empandeni yemithi ; ngakho yonke imithi engatheli izithelo ezinhle iyanqunywa , iphonswe emlilweni .

(src)="b.MAT.3.11.1"> Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi ; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam , ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha ; yena ke uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo :
(trg)="b.MAT.3.11.1"> “ Mina nginibhapathiza ngamanzi , kube ngukuphenduka ; kepha yena oza emva kwami unamandla kunami engingafanele ukuthwala izicathulo zakhe ; yena uzakunibhapathiza ngoMoya oNgcwele nangomlilo ,

(src)="b.MAT.3.12.1"> omnyazi wokwela usesandleni sakhe ; uya kusicokisa kuthi tu isanda sakhe , ayibuthele kuvimba ingqolowa yakhe , kodwa wona umququ uya kuwutshisa ngomlilo ongacimekiyo .
(trg)="b.MAT.3.12.1"> ombenge yakhe yokwela isesandleni sakhe ; uzakushanelisisa isibuya sakhe , abuthele amabele enqolobaneni yakhe ; kepha amakhoba uzakuwashisa ngomlilo ongacimekiyo . ”

(src)="b.MAT.3.13.1"> Kuthi ngelo xa afike uYesu eYordan kuYohane , evela kwelaseGalili , ukuba abhaptizwe nguye .
(trg)="b.MAT.3.13.1"> Khona uJesu evela eGalile wafika kuJohane eJordani ukuba azobhapathizwa nguye .

(src)="b.MAT.3.14.1"> Ke kaloku uYohane wayemalela , esithi , Mna kufuneka ndibhaptizwe nguwe nje , uza kum na wena ?
(trg)="b.MAT.3.14.1"> Kepha uJohane wamalela wathi : “ Yimi engiswela ukubhapathizwa nguwe ; wena uza kimi na ? ”

(src)="b.MAT.3.15.1"> Uphendule ke uYesu wathi kuye , Vuma okwakaloku ; kuba kusifanele thina ukwenjenjalo ukuzalisa bonke ubulungisa .
(src)="b.MAT.3.15.2"> Andule ke ukumvumela .
(trg)="b.MAT.3.15.1"> UJesu waphendula , wathi kuye : “ Vuma kalokhu , ngokuba kusifanele ukugcwalisa kanjalo ukulunga konke . ”
(trg)="b.MAT.3.15.2"> Khona wayesemvumela .

(src)="b.MAT.3.16.1"> Ebhaptiziwe ke uYesu , wenyuka kwaoko emanzini ; asuka amazulu avuleka kuye , wambona uMoya kaThixo esihla njengehobe , esiza phezu kwakhe .
(trg)="b.MAT.3.16.1"> UJesu esebhapathiziwe wakhuphuka masinyane emanzini ; bheka , izulu lavuleka , wabona uMoya kaNkulunkulu ehla njengejuba , eza phezu kwakhe .

(src)="b.MAT.3.17.1"> Nalo izwi liphuma ezulwini , lisithi , Lo nguNyana wam oyintanda , endikholisiweyo nguye .
(trg)="b.MAT.3.17.1"> Bheka , kwavela izwi ezulwini , lithi : “ Lo uyiNdodana yami ethandekayo engithokozile ngayo . ”

(src)="b.MAT.4.1.1"> Waza uYesu wenyuswa nguMoya , wasiwa entlango , ukuba ahendwe nguMtyholi .
(trg)="b.MAT.4.1.1"> Khona uJesu waholelwa nguMoya ehlane ukuba alingwe nguSathane .

(src)="b.MAT.4.2.1"> Uthe akuba ezile ukudla iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane , ekupheleni kwazo walamba .
(trg)="b.MAT.4.2.1"> Esezilile ukudla izinsuku ezingamashumi amane nobusuku obungamashumi amane , wagcina walamba .

(src)="b.MAT.4.3.1"> Efikile ke umhendi kuye , uthe , Ukuba unguNyana kaThixo , yitsho la matye abe zizonka .
(trg)="b.MAT.4.3.1"> Kwafika umlingi , wathi kuye : “ Uma uyiNdodana kaNkulunkulu , yisho ukuba lawa matshe abe yizinkwa . ”

(src)="b.MAT.4.4.1"> Waphendula ke yena wathi , Kubhaliwe kwathiwa , Akaphili ngasonka sodwa umntu , uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo .
(trg)="b.MAT.4.4.1"> Kepha waphendula wathi : “ Kulotshiwe ukuthi : ‘ Akusinkwa sodwa umuntu ayakuphila ngaso kodwa ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaNkulunkulu . ’ ”

(src)="b.MAT.4.5.1"> Eze uMtyholi , amthabathe amse kuwo umzi ongcwele , ammise eluchochoyini lwetempile , athi ke kuye ,
(trg)="b.MAT.4.5.1"> Khona uSathane wamthatha , wamyisa emzini ongcwele , wammisa esiqongweni sethempeli ,

(src)="b.MAT.4.6.1"> Ukuba unguNyana kaThixo , ziphose ezantsi ; kuba kubhaliwe kwathiwa , Uya kuziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe zasemazulwini , Zikufukule ngezandla , Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni .
(trg)="b.MAT.4.6.1"> wathi kuye : “ Uma uyiNdodana kaNkulunkulu , ziphonse phansi ; ngokuba kulotshiwe ukuthi : “ ‘ Uyakuyaleza izingelosi zakhe ngawe , zikuthwale ngezandla , ungaze waqhuzuka etsheni ngonyawo lwakho . ’ ”

(src)="b.MAT.4.7.1"> Wathi uYesu kuye , Kubhaliwe kanjalo kwathiwa , Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho .
(trg)="b.MAT.4.7.1"> UJesu wathi kuye : “ Kulotshiwe futhi ukuthi : ‘ Ungayilingi iNkosi uNkulunkulu wakho . ’ ”

(src)="b.MAT.4.8.1"> Ubuya uMtyholi amthabathe amse entabeni ephakame kakhulu , ambonise zonke izikumkani zehlabathi , nozuko lwazo ;
(trg)="b.MAT.4.8.1"> USathane wabuye wamyisa entabeni ende kakhulu , wamkhombisa imibuso yonke yezwe nenkazimulo yayo ;

(src)="b.MAT.4.9.1"> athi kuye , Zonke ezi zinto ndokunika , ukuba uthe wawa phantsi , waqubuda kum .
(trg)="b.MAT.4.9.1"> wathi kuye : “ Konke lokhu ngizakukunika khona , uma uziwisa phansi , ukhuleke kimi . ”

(src)="b.MAT.4.10.1"> Aze athi uYesu kuye , Suka umke , Sathana ; kuba kubhaliwe kwathiwa , YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo , ukhonze yona yodwa .
(trg)="b.MAT.4.10.1"> Khona uJesu wathi kuye : “ Suka , Sathane , ngokuba kulotshiwe ukuthi : ‘ Wokhuleka eNkosini uNkulunkulu wakho , umkhonze yena yedwa . ’ ”

(src)="b.MAT.4.11.1"> Andule ke uMtyholi ukumyeka ; nanko kufika izithunywa zezulu zimlungiselela .
(trg)="b.MAT.4.11.1"> USathane wayesemshiya ; bheka , kwafika izingelosi , zamkhonza .

(src)="b.MAT.4.12.1"> Ke kaloku , akuva uYesu ukuba uYohane unikelwe entolongweni , wemka waya kwelaseGalili .
(trg)="b.MAT.4.12.1"> Kuthe esezwile ukuthi uJohane uboshiwe , wamuka waya eGalile .

(src)="b.MAT.4.13.1"> Wathi esukile eNazarete , weza wahlala eKapernahum engaselwandle , emideni yakwaZebhulon neyakwaNafetali ;
(trg)="b.MAT.4.13.1"> Wasuka eNazaretha , weza wahlala eKapernawume elingaselwandle emikhawulweni yakwaZabuloni neyakwaNafetali

(src)="b.MAT.4.14.1"> ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngoIsaya umprofeti , esithi ,
(trg)="b.MAT.4.14.1"> ukuba kugcwaliseke okwakhulunywa ngo-Isaya umprofethi ukuthi :

(src)="b.MAT.4.15.1"> Umhlaba wakwaZebhulon nomhlaba wakwaNafetali , Wendlela yaselwandle , phesheya kweYordan , WaseGalili yeentlanga ,
(trg)="b.MAT.4.15.1"> “ Izwe lakwaZabuloni nezwe lakwaNafetali ngaselwandle ngaphesheya kweJordani , iGalile labezizwe ,

(src)="b.MAT.4.16.1"> Abantu abo bahleli ebumnyameni Babone ukukhanya okukhulu ; Nabo bahleli ezweni nasethunzini lokufa Bavelelwe kukukhanya .
(trg)="b.MAT.4.16.1"> isizwe esasihlezi ebumnyameni sibonile ukukhanya okukhulu , nababehlezi ezweni nasethunzini lokufa kuphumele kubo ukukhanya . ”

(src)="b.MAT.4.17.1"> Waqala oko uYesu ukumemeza , esithi , Guqukani , kuba ubukumkani bamazulu busondele .
(trg)="b.MAT.4.17.1"> Kusukela kuleso sikhathi uJesu waqala ukushumayela nokusho ukuthi : “ Phendukani , ngokuba umbuso wezulu ususondele . ”

(src)="b.MAT.4.18.1"> Uthe ke uYesu , ehamba ngaselwandle lwaseGalili wabona abazalwana ababini , uSimon ekuthiwa nguPetros noAndreya , umzalwana wakhe , bephosa umnatha elwandle ; kuba babengababambisi beentlanzi .
(trg)="b.MAT.4.18.1"> UJesu ehamba ngaselwandle lwaseGalile wabona izelamani ezimbili , uSimoni othiwa uPetru no-Andreya umfowabo , bephonsa inetha elwandle ; ngokuba babe ngabadobi .

(src)="b.MAT.4.19.1"> Athi ke kubo , Yizani apha nindilandele ; ndonenza nibe ngababambisi babantu .
(trg)="b.MAT.4.19.1"> Wayesethi kubo : “ Ngilandeleni ; ngiyakunenza nibe ngabadobi babantu . ”

(src)="b.MAT.4.20.1"> Bayishiya kwaoko iminatha , bamlandela ke .
(trg)="b.MAT.4.20.1"> Base bewashiya masinyane amanetha , bamlandela .

(src)="b.MAT.4.21.1"> Uhambele phambili esuka apho , wabona abanye abazalwana ababini , uYakobi lo kaZebhedi , noYohane umzalwana wakhe , besemkhombeni noZebhedi uyise , belungisa iminatha yabo ; wababiza ke .
(trg)="b.MAT.4.21.1"> Esedlulela phambili wabona ezinye izelamani ezimbili , uJakobe kaZebedewu , noJohane umfowabo , besemkhunjini kanye noZebedewu uyise , belungisa amanetha abo ; wababiza .

(src)="b.MAT.4.22.1"> Bawushiya kwaoko umkhombe noyise , bamlandela ke .
(trg)="b.MAT.4.22.1"> Base beshiya masinyane umkhumbi noyise , bamlandela .

(src)="b.MAT.4.23.1"> Waye uYesu elihamba lonke elaseGalili , efundisa ezindlwini zabo zesikhungu , evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani , ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini .
(trg)="b.MAT.4.23.1"> UJesu walihamba lonke elaseGalile efundisa emasinagogeni abo , eshumayela ivangeli lombuso , ephulukisa abantu ezifweni zonke nasebuthakathakeni bonke .

(src)="b.MAT.4.24.1"> Lwaphuma ke udumo lwakhe lwaya kulo lonke elaseSiriya , babazisa kuye bonke abafayo , bebanjwe zizifo ngezifo naziintuthumbo ngeentuthumbo , nabaphethwe ziidemon , nabanesathuthwane , nabanedumbe , wabaphilisa ke .
(trg)="b.MAT.4.24.1"> Udumo lwakhe lwezwakala ezweni lonke laseSiriya ; baletha kuye bonke abagulayo abaphethwe yizifo ngezifo nobuhlungu , nabakhwelwe ngamademoni , nabanesithuthwane , nabafe uhlangothi , wabaphulukisa .

(src)="b.MAT.4.25.1"> Walandelwa zizihlwele ezininzi zivela kwelaseGalili , naseDekapoli , naseYerusalem , nakwelakwaYuda , naphesheya kweYordan .
(trg)="b.MAT.4.25.1"> Izixuku eziningi zamlandela zivela eGalile , naseDekapholi , naseJerusalema , naseJudiya , nangaphesheya kweJordani .

(src)="b.MAT.5.1.1"> Uthe ke , akuzibona izihlwele ezo , wenyuka intaba ; waza akuhlala phantsi , beza kuye abafundi bakhe .
(trg)="b.MAT.5.1.1"> Kwathi ebona izixuku , wenyukela entabeni ; esehlezi phansi , abafundi bakhe beza kuye .

(src)="b.MAT.5.2.1"> Wawuvula umlomo wakhe , wabafundisa , esithi ,
(trg)="b.MAT.5.2.1"> Wayesevula umlomo wakhe , wabafundisa wathi :

(src)="b.MAT.5.3.1"> Banoyolo abangamahlwempu ngomoya ; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo .
(trg)="b.MAT.5.3.1"> “ Babusisiwe abampofu emoyeni , ngokuba umbuso wezulu ungowabo .

(src)="b.MAT.5.4.1"> Banoyolo abakhedamileyo ; ngokuba baya konwatyiswa bona .
(trg)="b.MAT.5.4.1"> Babusisiwe abakhalayo , ngokuba bayakududuzwa .

(src)="b.MAT.5.5.1"> Banoyolo abanobulali ; ngokuba umhlaba baya kuwudla ilifa bona .
(trg)="b.MAT.5.5.1"> Babusisiwe abamnene , ngokuba bayakudla ifa lomhlaba .

(src)="b.MAT.5.6.1"> Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa ; ngokuba baya kuhluthiswa bona .
(trg)="b.MAT.5.6.1"> Babusisiwe abalambele , bomele ukulunga , ngokuba bayakusuthiswa .

(src)="b.MAT.5.7.1"> Banoyolo abanenceba ; ngokuba baya kwenzelwa inceba bona .
(trg)="b.MAT.5.7.1"> Babusisiwe abanesihawu , ngokuba bayakuhawukelwa .

(src)="b.MAT.5.8.1"> Banoyolo abahlambulukileyo intliziyo ; ngokuba baya kumbona uThixo bona .
(trg)="b.MAT.5.8.1"> Babusisiwe abanenhliziyo ehlanzekileyo , ngokuba bayakubona uNkulunkulu .

(src)="b.MAT.5.9.1"> Banoyolo abaxolisi ; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona .
(trg)="b.MAT.5.9.1"> Babusisiwe abalamulayo , ngokuba bayakuthiwa abantwana bakaNkulunkulu .

(src)="b.MAT.5.10.1"> Banoyolo abatshutshiswa ngenxa yobulungisa ; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo .
(trg)="b.MAT.5.10.1"> Babusisiwe abazingelwa ngenxa yokulunga , ngokuba umbuso wezulu ungowabo .