# shi/Tachelhit-NT.xml.gz
# xh/Xhosa.xml.gz


(src)="b.MAT.1.1.1"> arra n-tlalit n-yasuɛ lmasiḥ yus n-dawd yus n-ibrahim .
(trg)="b.MAT.1.1.1"> Incwadi yomlibo wokuzalwa kukaYesu Kristu , unyana kaDavide , unyana ka-Abraham .

(src)="b.MAT.1.2.1"> ibrahim yuru isḥaq. isḥaq yuru yaɛqub. yaɛqub yuru yahuda d-aytmas .
(trg)="b.MAT.1.2.1"> UAbraham wazala uIsake ; uIsake ke wazala uYakobi ; uYakobi wazala uYuda nabazalwana bakhe ;

(src)="b.MAT.1.3.1"> yahuda yuru fariṣ d-zaraḥ ( tga innatsn tamar ) . fariṣ yuru ḥaṣrun , ḥaṣrun yuru aram ,
(trg)="b.MAT.1.3.1"> uYuda wazala uPeretse noZera ngoTamare ; uPeretse wazala uHetseron ; uHetseron wazala uAram ;

(src)="b.MAT.1.4.1"> aram yuru ɛamminadab , ɛamminadab yuru naḥšun , naḥšun yuru salmun .
(trg)="b.MAT.1.4.1"> uAram wazala uAminadabhi ; uAminadabhi wazala uNashon ; uNashon wazala uSalemon ;

(src)="b.MAT.1.5.1"> salmun yuru buɛaz ( tga innas raḥab ) . buɛaz yuru ɛubid ( tga innas raɛut ) . ɛubid yuru yassa ,
(trg)="b.MAT.1.5.1"> uSalemon wazala uBhohazi ngoRahabhi ; uBhohazi wazala uObhede ngoRute ; uObhede wazala uYese ;

(src)="b.MAT.1.6.1"> yassa yuru dawd agllid. dawd yuru suliman ( innas n-suliman tkka-ttin tga tamġart n-urriyya ) .
(trg)="b.MAT.1.6.1"> uYese wazala uDavide ukumkani .
(trg)="b.MAT.1.6.2"> UDavide ke ukumkani wazala uSolomon ngobengumkaUriya ;

(src)="b.MAT.1.7.1"> suliman yuru raḥbɛam , raḥbɛam yuru abiyya , abiyya yuru asa ,
(trg)="b.MAT.1.7.1"> uSolomon wazala uRehabheham ; uRehabheham wazala uAbhiya ; uAbhiya wazala uAsa ;

(src)="b.MAT.1.8.1"> asa yuru yahušafaṭ , yahušafaṭ yuru yuram , yuram yuru ɛuzziyya ,
(trg)="b.MAT.1.8.1"> uAsa wazala uYoshafati ; uYoshafati wazala uYoram ; uYoram wazala u-Uziya ;

(src)="b.MAT.1.9.1"> ɛuzziyya yuru yutam , yutam yuru aḥaz , aḥaz yuru ḥazqiyya ,
(trg)="b.MAT.1.9.1"> u-Uziya wazala uYotam ; uYotam wazala uAhazi ; uAhazi wazala uHezekiya ;

(src)="b.MAT.1.10.1"> ḥazqiyya yuru manassa , manassa yuru amun , amun yuru yušiyya ,
(trg)="b.MAT.1.10.1"> uHezekiya wazala uManase ; uManase wazala uAmon ; uAmon wazala uYosiya ;

(src)="b.MAT.1.11.1"> yušiyya yuru yakuniyya d-aytmas ġakud lliġ nkrn ayt-babil awin kullu ayt-yudaya s-tmazirt n-babil .
(trg)="b.MAT.1.11.1"> uYosiya wazala uYekoniya nabazalwana bakhe ngexesha lokufuduselwa kwabo eBhabhilon .

(src)="b.MAT.1.12.1"> tigira n-ma-tn-iwin s-babil yakuniyya yuru šaltil , šaltil yuru zarubbabil ,
(trg)="b.MAT.1.12.1"> Emveni ke kokufuduselwa kwabo eBhabhilon , uYekoniya wazala uSalatiyeli ; uSalatiyeli wazala uZerubhabheli ;

(src)="b.MAT.1.13.1"> zarubbabil yuru abihuda , abihuda yuru alyaqim , alyaqim yuru ɛazur ,
(trg)="b.MAT.1.13.1"> uZerubhabheli wazala uAbhihudi ; uAbhihudi wazala uEliyakim ; uEliyakim wazala uAzore ;

(src)="b.MAT.1.14.1"> ɛazur yuru ṣaduq , ṣaduq yuru ah̬im , ah̬im yuru alyud .
(trg)="b.MAT.1.14.1"> uAzore wazala uTsadoki ; uTsadoki wazala uYakin ; uYakin wazala uElihudi ;

(src)="b.MAT.1.15.1"> alyud yuru aliɛazr , aliɛazr yuru mattan , mattan yuru yaɛqub .
(trg)="b.MAT.1.15.1"> uElihudi wazala uElazare ; uElazare wazala uMatan ; uMatan wazala uYakobi ;

(src)="b.MAT.1.16.1"> yaɛqub yuru yusf argaz n-maryam lli-igan innas n-yasuɛ lli-mi-ttinin lmasiḥ .
(trg)="b.MAT.1.16.1"> uYakobi ke wazala uYosefu , indoda kaMariya , ekuthe ngaye kwazalwa uYesu , okuthiwa nguKristu .

(src)="b.MAT.1.17.1"> kkuẓṭ d-mrawt n-tasut a-illan zġ-ibrahim ar dawd. kkuẓṭ d-mrawt n-tasut a-illan zġ-dawd ar akud lliġ iwin ayt-yudaya s-babil. d-kkuẓṭ d-mrawt n-tasut a-illan zġ-lliġ-tn-iwin s-babil ar akud lliġ ilul lmasiḥ .
(trg)="b.MAT.1.17.1"> Zonke izizukulwana ngoko , ezithabathela kuAbraham zizise kuDavide , zizizukulwana ezilishumi elinazine ; nezithabathela kuDavide zizise ekufuduselweni kwabo eBhabhilon , zizizukulwana ezilishumi elinazine ; nezithabathela ekufuduselweni kwabo eBhabhilon zizise kuKristu , zizizukulwana ezilishumi elinazine .

(src)="b.MAT.1.18.1"> ġmkad a-tga-tlalit n-yasuɛ lmasiḥ. innas maryam ttyawḍalab i-yusf , ur-ta-stt-yiwi. taf-n ih̬f-ns is-a-trbbu zġ-tḥkimt n-rruḥ lqudus n-rbbi .
(trg)="b.MAT.1.18.1"> Ke kaloku ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaye kungolu hlobo : Kwathi , akubon ’ ukuba unina uMariya useleganelwe uYosefu , bengekahlangani , wafunyanwa emithi ngoMoya oyiNgcwele .

(src)="b.MAT.1.19.1"> imma yusf lli-stt-in-iḍalbn iga wad bdda iran a-irḍu rbbi. iswangm ad-as-ifru s-tntla , ašku ur-iri a-stt-iššḥššm ġ-lgddam n-mddn .
(trg)="b.MAT.1.19.1"> Wathi ke uYosefu indoda yakhe , engolilungisa , engathandi ukumhlaza ekuhleni , wanga angamala ngasese .

(src)="b.MAT.1.20.1"> ar-sul-iswingim ġ-mayan s-as-d-iban yal-lmalak n-sidi rbbi ġ-twargit yini-as : « wa-yusf yus n-dawd , ad-ur-tiksaṭṭ a-tawit maryam a-tg tamġart-nnk , ašku nttat zġ-tḥkimt n-rruḥ lqudus ayn-s-tffuġ ar-trbbu .
(trg)="b.MAT.1.20.1"> Akubon ’ ukuba uyazicinga ezi zinto , naso isithunywa seNkosi sibonakala kuye ephupheni , sisithi , Yosefu , nyana kaDavide , musa ukoyika ukumthabathela kuwe uMariya , umfazi wakho ; kuba oko kukhawulweyo phakathi kwakhe kungoMoya oyiNgcwele .

(src)="b.MAT.1.21.1"> ra-taru yan-warraw , tgt-as ism ‹ yasuɛ › ašku ra-ijjnjm mddn-ns zġ-ddnub-nsn . »
(trg)="b.MAT.1.21.1"> Uya kuzala unyana ke , umbize ngegama elinguYesu ; kuba yena eya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo .

(src)="b.MAT.1.22.1"> kullu mayad ijra baš a-yafu maylli inna sidi rbbi f-ils n-nnabi ġayd izrin inna :
(trg)="b.MAT.1.22.1"> Ke kaloku oku konke kwenzeke , ukuze kuzaliseke okwathethwayo yiNkosi ngomprofeti , isithi ,

(src)="b.MAT.1.23.1"> « ha-yat-taɛyyalt ra-tffuġ ar-trbbu , taru yan-warraw. rad-as-ttinin ‹ ɛimmanuwwil › . » tga lmɛna-ns ‹ rbbi didnnġ › .
(trg)="b.MAT.1.23.1"> Yabonani , intombi le iya kumitha izale unyana , Bambize ngegama elinguImanuweli , oko kukuthi ngentetho evakalayo , uThixo unathi .

(src)="b.MAT.1.24.1"> lliġ-d-ifaq yusf zġ-iṭs iskr ġmklli-as-inna lmalak n-sidi rbbi. yawi maryam a-tg tamġart-ns
(trg)="b.MAT.1.24.1"> Wathi ke uYosefu , evukile ebuthongweni , wenza ngoko besimmisele ngako isithunywa seNkosi , wamthabathela kuye umfazi wakhe ;

(src)="b.MAT.1.25.1"> walaynni ur-dids-igin aylliġ turu arraw-an. ig-as ġakudan ism ‹ yasuɛ › .
(trg)="b.MAT.1.25.1"> waza ke akamazi , wada wazala unyana wakhe wamazibulo ; wambiza ke ngegama elinguYesu .

(src)="b.MAT.2.1.1"> ilul yasuɛ ġ-uwssan n-ugllid hirudus ġ-tmdint n-bitlaḥm ġ-tmazirt n-yudaya. uškan-d kra n-imajusin zġ-ššrq ġ-uwssan-an s-tmdint n-urušalim
(trg)="b.MAT.2.1.1"> Kuthe ke , akubon ’ ukuba uYesu uzelwe eBhetelehem yelakwaYuda , emihleni kaHerode ukumkani , kwabonakala kufika eYerusalem izazi zivela empumalanga , zisithi ,

(src)="b.MAT.2.2.1"> ar-sqsan : « maniġ illa ġwalli-d-iluln a-ig agllid n-ayt-yudaya ? nẓra itri-ns ġ-ššrq , našk-id ad-as-nsjd . »
(trg)="b.MAT.2.2.1"> Uphi na lo uzelweyo , ukumkani wamaYuda ?
(trg)="b.MAT.2.2.2"> Kuba sibone inkwenkwezi yakhe empumalanga ; size kumnqula .

(src)="b.MAT.2.3.1"> lliġ isfld hirudus i-mayd nnan , ṭiyyr-as bahra ntta d-kullu ayt-urušalim .
(trg)="b.MAT.2.3.1"> Uthe ke uHerode ukumkani , akuva , wakhathazeka , yena nayo yonke iYerusalem naye .

(src)="b.MAT.2.4.1"> issmun-d inmġurn n-tgmmi n-rbbi d-imslmdn n-ššrɛ kullutn isqsa-tn : « maniġ ra-ilal lmasiḥ n-rbbi ? »
(trg)="b.MAT.2.4.1"> Wahlanganisa ke bonke ababingeleli abakhulu nababhali babantu , wababuza ukuba ubeya kuzalelwa phi na uKristu .

(src)="b.MAT.2.5.1"> inin-as : « ġ-bitlaḥm ġ-tmazirt n-yudaya , ašku ġmkad a-ityaran f-ufus n-nnabi inna :
(trg)="b.MAT.2.5.1"> Bathe ke kuye , EBhetelehem yelakwaYuda ; kuba kubhaliwe ngomprofeti kwathiwa ,

(src)="b.MAT.2.6.1"> ‹ wa-bitlaḥm ġ-tmazirt n-yudaya , urd kmmin a-iggʷran ġ-tmdinin n-yudaya , ašku zġ-gim a-zġ-ra-d-yašk-unmġur lli-ra-iks mddn-inu n-ayt-yaɛqub . › »
(trg)="b.MAT.2.6.1"> Nawe Bhetelehem , mhlaba wakwaYuda , Akunguye nakanye omncinanana phakathi kwabalawuli bakwaYuda : Kuba kuwe apha kuya kuphuma uMlawuli , Onguyena uya kubalusa abantu bam amaSirayeli .

(src)="b.MAT.2.7.1"> yazn hirudus ġakudan mad-d-itawin imajusin s-dars s-tntla. isqsa-tn : « managu ad-awn-iban itri ? »
(trg)="b.MAT.2.7.1"> Kwakuba njalo , uHerode , ezibize ngasese izazi ezo , waqondisisa kakuhle kuzo ixesha lokubonakala kwenkwenkwezi leyo ;

(src)="b.MAT.2.8.1"> yazn-tn ilmma s-bitlaḥm yini-asn : « zaydat tsigglm s-warraw-an ġ-kraygatt mani. ġakud nna-ti-tufam tawim-iyi-d lh̬bar baš ad-dduġ ad-as-n-sjdġ ula nkki . »
(trg)="b.MAT.2.8.1"> wazithuma ke eBhetelehem , wathi , Hambani niye nicokise ukubuzisa ngomntwana lowo ; xa ke nithe namfumana , ze nindibikele , ukuze nam ndiye kumnqula .

(src)="b.MAT.2.9.1"> lliġ sfldn ntni i-mad-asn-inna-ugllid , munn-daġ d-uġaras-nsn. iban-asn-d-daġ itri lli-yadlli-ẓran ġ-ššrq , frḥn bahra s-lfrḥ iggutn. izwur-asn itri aylliġ ilkm iggi n-illiġ illa-uḥšmi , ibidd .
(trg)="b.MAT.2.9.1"> Zimvile ke zona ukumkani , zahamba ; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga izandulela , yada yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo .

(src)="b.MAT.2.11.1"> kšmn ntni s-tgmmi , s-ẓran aḥšmi d-innas maryam. ḍrn f-ifaddn-nsn , knun s-wakal ġ-lgddam-ns. rẓmn itlsan-nsn , fkn-as tiwafkiw n-uwrġ d-lbh̬ur d-tujjut l-lmurr .
(trg)="b.MAT.2.11.1"> Zingenile endlwini , zambona umntwana enoMariya unina , zawa phantsi , zaqubuda kuye ; zathi , zinqike impahla yazo , zanikela kuye iminikelo , igolide , nentlaka emhlophe , nemore .

(src)="b.MAT.2.12.1"> iml-asn rbbi ġakudan ġ-twargit a-ur-wrrin s-dar hirudus. amẓn ilmma aġaras yaḍni s-tmazirt-nsn .
(trg)="b.MAT.2.12.1"> Zathi , kuba zihlatyelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode , zemka ngayimbi indlela ukuya ezweni lakowazo .

(src)="b.MAT.2.13.1"> lliġ ddan ntni iban-d yal-lmalak n-sidi rbbi i-yusf ġ-twargit yini-as : « nkr tawit aḥšmi d-innas trwlm s-tmazirt n-miṣr , tqamam-n ġin ard-ak-iniġ a-di-twrrim , ašku hirudus ra-isiggil s-uḥšmi-ad a-t-inġ . »
(trg)="b.MAT.2.13.1"> Zithe zakubon ’ ukuba zimkile ke zona , naso isithunywa seNkosi sibonakala kuYosefu ephupheni , sisithi , Vuka , umthabathe umntwana nonina , usabele eYiputa , uze ube khona apho ndide ndikuxelele ; kuba uHerode uhlalele ukumfuna umntwana lowo , ukuba amtshabalalise .

(src)="b.MAT.2.14.1"> inkr yusf ġ-iḍ-an yawi aḥšmi d-innas ftun s-miṣr .
(trg)="b.MAT.2.14.1"> Evukile ke yena , wamthabatha umntwana nonina ebusuku , wemka waya eYiputa .

(src)="b.MAT.2.15.1"> qaman ġin aylliġ immut hirudus. ġmkad a-s-yuwfa maylli inna sidi rbbi f-ils n-nnabi ġayd izrin : « zġ-miṣr a-zġ-d-ġriġ i-iwi . »
(trg)="b.MAT.2.15.1"> Waba khona apho wada wabhubha uHerode ; ukuze kuzaliseke okwathethwayo yiNkosi ngomprofeti isithi , Ndambiza unyana wam ukuba aphume eYiputa .

(src)="b.MAT.2.16.1"> imma hirudus , lliġ issn is-t-ġḍrn imajusin , nkrn-d gis iriyn. yazn s-bitlaḥm inġ kullu iḥšmin ġ-tsgiw-an zġ-sin isggʷasn d-ma-ikkan ddawatsn , ašku issn zġ-imajusin managu ad-asn-iban itri .
(trg)="b.MAT.2.16.1"> Ke kaloku uHerode , akubona ukuba izazi zidlale ngaye , waba nomsindo kunene , waza wathumela , wababulala bonke abantwana abaseBhetelehem , nakuyo yonke imida yayo , abaminyaka mibini bezelwe , nangaphantsi , elungelelanisa nexesha abeliqondisise kakuhle kuzo izazi .

(src)="b.MAT.2.17.1"> ġakudan a-yuwfa ma-inna nnabi irmiyya ġayd izrin :
(trg)="b.MAT.2.17.1"> Kwandula ukuzaliseka okwathethwayo ngoYeremiya umprofeti esithi ,

(src)="b.MAT.2.18.1"> « taġuyyit a-mi-n-nsfld ġ-tmdint n-rama , ar-ssġuyyun ar-tnuwwaḥn. ar-talla raḥil f-tarwa-ns , ur-tẓḍar a-tṣbr ašku ur-sul-llin . »
(trg)="b.MAT.2.18.1"> Kwavakala izwi eRama , Isimema nesililo nesijwili esikhulu , URakeli elilela abantwana bakhe , Engavumi ukuthuthuzeleka , ngokuba bengasekho .

(src)="b.MAT.2.19.1"> lliġ immut hirudus iban yal-lmalak n-sidi rbbi ġ-twargit i-yusf ġ-miṣr yini-as :
(trg)="b.MAT.2.19.1"> Akubon ’ ukuba ubhubhile ke uHerode , sabonakala isithunywa seNkosi sibonakala ephupheni kuYosefu eYiputa sisithi ,

(src)="b.MAT.2.20.1"> « nkr tawit aḥšmi d-innas twrrim s-tmazirt n-ayt-rbbi. ašku ġwilli ranin ad-nġn aḥšmi , hatnin mmutn . »
(trg)="b.MAT.2.20.1"> Vuka , umthabathe umntwana nonina , uye ezweni lakwaSirayeli ; kuba bafile abo babezonda ubomi bomntwana .

(src)="b.MAT.2.21.1"> inkr ilmma yawi aḥšmi d-innas s-tmazirt n-ayt-rbbi .
(trg)="b.MAT.2.21.1"> Wavuka ke , wamthabatha umntwana nonina , weza ezweni lakwaSirayeli .

(src)="b.MAT.2.22.1"> walaynni lliġ isfld yusf is-iwrri arh̬ilaws iġli s-tgldit n-babas hirudus ġ-tsgiw n-yudaya , yiksaḍ ur-iẓḍar a-iddu s-ġin. iml-as rbbi ġ-twargit is-t-id-iqqan a-izri s-tsgiw n-jalil ,
(trg)="b.MAT.2.22.1"> Ke kaloku , akuva ukuba uArkelawo ungukumkani kwelakwaYuda esikhundleni sikaHerode uyise , woyika ukuhamba asinge khona ; wathi ke , ehlatyelwe nguThixo ephupheni , wemka waya kumacala elaseGalili .

(src)="b.MAT.2.23.1"> iddu izdġ ġ-tmdint n-naṣira. ġmkad a-s-yuwfa maylli nnan lanbiya : « rad-as-ttinin i-lmasiḥ ‹ gu-naṣira › . »
(trg)="b.MAT.2.23.1"> Ufike wema emzini ekuthiwa yiNazarete ; ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngabaprofeti , okokuba wobizwa ngokuthi ungowase Nazarete .

(src)="b.MAT.3.1.1"> tiġurdin n-mayan a-d-iban yuḥanna amsddam ġ-lh̬la n-yudaya ar-itbrraḥ ar-ittini :
(trg)="b.MAT.3.1.1"> Ke kaloku , kuthi ngaloo mihla kufike uYohane umbhaptizi , ememeza entlango yelakwaYuda , esithi ,

(src)="b.MAT.3.2.1"> « flat kullu ma-tskarm yʷh̬šn , ašku takmur-d-tgldit n-ignna . »
(trg)="b.MAT.3.2.1"> Guqukani , kuba ubukumkani bamazulu busondele .

(src)="b.MAT.3.3.1"> ġwad a-f-inna nnabi išaɛya ġayd izrin yini : « ha-yan-wawal ar-itbrraḥ ġ-lh̬la ar-ittini ‹ jjujadat aġaras n-siditnnġ , tssnmm tiġarasin-ns . › »
(trg)="b.MAT.3.3.1"> Kuba lo nguye awayethetha yena uIsaya umprofeti , esithi , Izwi lodandulukayo entlango , lisithi , Yilungiseni indlela yeNkosi , Wutyenenezeni umendo wayo .

(src)="b.MAT.3.4.1"> ar-ilssa yuḥanna taḍut n-irɛaman ar-yaggs s-ubkkas n-ilm , ar-ištta tamurġi d-tammnt l-lh̬la .
(trg)="b.MAT.3.4.1"> Ke uYohane lowo ingubo yakhe ibiyeyoboya benkamela , enombhinqo wentlonze esinqeni sakhe ; kwaye ke ukudla kwakhe kuziinkumbi nobusi basendle .

(src)="b.MAT.3.5.1"> ffuġn-d dars mddn ggutnin zġ-tmdint n-urušalim ula tamazirt n-yudaya kullutt ula kullu tisgiw n-wasif n-urdun .
(trg)="b.MAT.3.5.1"> Babephuma oko besiya kuye abaseYerusalem , nabelakwaYuda bonke , nabommandla wonke waseYordan .

(src)="b.MAT.3.6.1"> ar-tqrran s-ddnub-nsn , ar-tn-issddam ġ-wasif n-urdun .
(trg)="b.MAT.3.6.1"> Babhaptizwa nguye eYordan apho , bezixela izono zabo .

(src)="b.MAT.3.7.1"> aškin-d dars mddn ggutnin l-lmdhb n-ifarisin d-win iṣadduqin , irin ula ntni ad-ddmn ġ-waman f-ufus-ns. imma ntta lliġ-tn-iẓra , isawl srsn yini-asn : « wa-tarwa n-ifaġrn , mad-awn-innan izd ġmkad a-s-ra-tanfm i-lɛqubit lli-ra-ittut f-ddunit ?
(trg)="b.MAT.3.7.1"> Ke kaloku , akubona into eninzi yabaFarisi nabaSadusi besiza ekubhaptizeni kwakhe , wathi kubo , Nzalandini yamarhamba , ngubani na onibonisileyo ukuba niyibaleke ingqumbo ezayo ?

(src)="b.MAT.3.8.1"> skarat afulki baš a-iban is-tflm ma-yʷh̬šnn .
(trg)="b.MAT.3.8.1"> Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko ; ize ningabi nithi phakathi kwenu ,

(src)="b.MAT.3.9.1"> a-ur-ttinim i-ngratun ‹ nkkʷni nga tarwa n-ibrahim , › ašku rad-awn-iniġ , rbbi iẓḍar a-d-issnkr tarwa i-ibrahim ula zġ-iẓran-ad .
(trg)="b.MAT.3.9.1"> Thina sinobawo uAbraham ; kuba ndithi kuni , Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham .

(src)="b.MAT.3.10.1"> hay-aglzim ittrs f-uggja n-usġar. kud tasġart nna-ur-yakkan lġllt imimn , ra-stt-ibbi iluḥ-tt-in ġ-lɛafit .
(trg)="b.MAT.3.10.1"> Kananjalo izembe selibekiwe engcanjini yemithi ; ngoko yonke imithi engavelisi siqhamo sihle , iyagawulwa iphoswe emlilweni .

(src)="b.MAT.3.11.1"> nkki ar-kʷn-ssddamġ ġ-waman baš a-tmlm is-tflm lh̬ʷšant-nnun , walaynni yugʷr-iyi ġwalli ra-d-yašk tigira-nu , ur-sthllaġ ad-asiġ turẓiyin-ns. ra-kʷn-issddm ntta s-rruḥ lqudus d-lɛafit .
(trg)="b.MAT.3.11.1"> Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi ; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam , ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha ; yena ke uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo :

(src)="b.MAT.3.12.1"> yasi tazzrt a-izuzzr , issmun-d irdn-ns ġ-uḥanu , ijdr alim s-lɛafit lli-ur-sar-ih̬sin . »
(trg)="b.MAT.3.12.1"> omnyazi wokwela usesandleni sakhe ; uya kusicokisa kuthi tu isanda sakhe , ayibuthele kuvimba ingqolowa yakhe , kodwa wona umququ uya kuwutshisa ngomlilo ongacimekiyo .

(src)="b.MAT.3.13.1"> ġ-uwssan-an a-ġ-d-yuška yasuɛ zġ-tmazirt n-jalil s-wasif n-urdun baš a-iddm f-ufus n-yuḥanna .
(trg)="b.MAT.3.13.1"> Kuthi ngelo xa afike uYesu eYordan kuYohane , evela kwelaseGalili , ukuba abhaptizwe nguye .

(src)="b.MAT.3.14.1"> ur-iri yuḥanna a-t-issddm. yini-as : « ma-s-d-dari-tuškit a-k-ssddmġ ? nkkin a-iḥtajjan ad-ddmġ f-ufus-nnk . »
(trg)="b.MAT.3.14.1"> Ke kaloku uYohane wayemalela , esithi , Mna kufuneka ndibhaptizwe nguwe nje , uza kum na wena ?

(src)="b.MAT.3.15.1"> imma yasuɛ inna-yas : « a-yili ġilad ġmklli nniġ , ašku ġmkad a-s-ra-nssafu kullu ma-irḍan rbbi . » ġakudan iqbl yuḥanna awal-ns
(trg)="b.MAT.3.15.1"> Uphendule ke uYesu wathi kuye , Vuma okwakaloku ; kuba kusifanele thina ukwenjenjalo ukuzalisa bonke ubulungisa .
(trg)="b.MAT.3.15.2"> Andule ke ukumvumela .

(src)="b.MAT.3.16.1"> issddm-t ġ-wasif. ġir inkr-d yasuɛ zġ-waman s-rẓmn ignwan , iẓr rruḥ n-rbbi igguz-d zund yan-utbir ittrs-d fllas .
(trg)="b.MAT.3.16.1"> Ebhaptiziwe ke uYesu , wenyuka kwaoko emanzini ; asuka amazulu avuleka kuye , wambona uMoya kaThixo esihla njengehobe , esiza phezu kwakhe .

(src)="b.MAT.3.17.1"> isawl-d yan-wawal zġ-ignwan yini : « ġwad iga iwi iɛzzan. frḥġ srs bahra . »
(trg)="b.MAT.3.17.1"> Nalo izwi liphuma ezulwini , lisithi , Lo nguNyana wam oyintanda , endikholisiweyo nguye .

(src)="b.MAT.4.1.1"> iddu yasuɛ ġakudan , yawi-t rruḥ lqudus s-lh̬la a-t-itarm iblis .
(trg)="b.MAT.4.1.1"> Waza uYesu wenyuswa nguMoya , wasiwa entlango , ukuba ahendwe nguMtyholi .

(src)="b.MAT.4.2.1"> kkuẓ id-mraw n-wass a-yaẓum ġ-iyḍ ula azal , aylliġ iwrri yaġ-t laẓ bahra .
(trg)="b.MAT.4.2.1"> Uthe akuba ezile ukudla iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane , ekupheleni kwazo walamba .

(src)="b.MAT.4.3.1"> yašk-id srs ilmma iblis , yini-as : « iġ-tgit yus n-rbbi , ini i-iẓran-ad ad-wrrin gn aġrum . »
(trg)="b.MAT.4.3.1"> Efikile ke umhendi kuye , uthe , Ukuba unguNyana kaThixo , yitsho la matye abe zizonka .

(src)="b.MAT.4.4.1"> irar-as yasuɛ : « han ityara ġ-warra n-rbbi ‹ urd aġrum ka-s-a-itddr bnadm , walaynni s-kraygatt awal nna-d-yuškan zġ-dar rbbi . › »
(trg)="b.MAT.4.4.1"> Waphendula ke yena wathi , Kubhaliwe kwathiwa , Akaphili ngasonka sodwa umntu , uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo .

(src)="b.MAT.4.5.1"> yawi-t ilmma iblis s-tmdint n-urušalim , issbidd-t f-iggi n-ukfaf n-tgmmi n-rbbi
(trg)="b.MAT.4.5.1"> Eze uMtyholi , amthabathe amse kuwo umzi ongcwele , ammise eluchochoyini lwetempile , athi ke kuye ,

(src)="b.MAT.4.6.1"> yini-as : « iġ-tgit yus n-rbbi luḥ-n ih̬f-nnk s-iyzdar , ašku ityara ‹ ra-d-yazn lmalayka-ns a-k-gabln. ra-k-asin f-ifassn-nsn baš a-ur-ilkm-uḍar-nnk kra n-uẓru . › »
(trg)="b.MAT.4.6.1"> Ukuba unguNyana kaThixo , ziphose ezantsi ; kuba kubhaliwe kwathiwa , Uya kuziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe zasemazulwini , Zikufukule ngezandla , Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni .

(src)="b.MAT.4.7.1"> irar-as yasuɛ : « han ityara ‹ a-ur-tarmt rbbi sidik . › »
(trg)="b.MAT.4.7.1"> Wathi uYesu kuye , Kubhaliwe kanjalo kwathiwa , Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho .

(src)="b.MAT.4.8.1"> yawi-t ilmma iblis issġli-t s-yan-udrar yattuyn , iml-as kullu tiglday n-ddunit ula lmjd-nsnt ,
(trg)="b.MAT.4.8.1"> Ubuya uMtyholi amthabathe amse entabeni ephakame kakhulu , ambonise zonke izikumkani zehlabathi , nozuko lwazo ;

(src)="b.MAT.4.9.1"> yini-as : « rad-ak-fkġ kullu mayad iġ-tḍrt f-ifaddn-nnk tsjdt-iyi . »
(trg)="b.MAT.4.9.1"> athi kuye , Zonke ezi zinto ndokunika , ukuba uthe wawa phantsi , waqubuda kum .

(src)="b.MAT.4.10.1"> irar-as yasuɛ : « itti-n zġ-gigi a-šiṭan , ašku ityara ‹ rbbi sidik a-mi-ttsjadt , d-nttan waḥdut a-ttɛbadt . › »
(trg)="b.MAT.4.10.1"> Aze athi uYesu kuye , Suka umke , Sathana ; kuba kubhaliwe kwathiwa , YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo , ukhonze yona yodwa .

(src)="b.MAT.4.11.1"> ifl-t iblis ġakudan , aškin-d dars lmalayka ar-ti-tɛawann .
(trg)="b.MAT.4.11.1"> Andule ke uMtyholi ukumyeka ; nanko kufika izithunywa zezulu zimlungiselela .

(src)="b.MAT.4.12.1"> lliġ isfld yasuɛ is-ityamaẓ yuḥanna amsddam ġ-lḥbs , iwrri s-tmazirt n-jalil .
(trg)="b.MAT.4.12.1"> Ke kaloku , akuva uYesu ukuba uYohane unikelwe entolongweni , wemka waya kwelaseGalili .

(src)="b.MAT.4.13.1"> lliġ-n-ilkm ur-iqama ġ-naṣira walaynni izri izdġ ġ-tmdint n-kafrnaḥum , tlla ġ-tama n-umda ġ-tsga n-zabulun ula naftali .
(trg)="b.MAT.4.13.1"> Wathi esukile eNazarete , weza wahlala eKapernahum engaselwandle , emideni yakwaZebhulon neyakwaNafetali ;

(src)="b.MAT.4.14.1"> ġmkan a-s-yuwfa-wawal n-nnabi išaɛya inna :
(trg)="b.MAT.4.14.1"> ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngoIsaya umprofeti , esithi ,

(src)="b.MAT.4.15.1"> « way-akal n-zabulun d-wakal n-naftali lli-iwalan amda ġ-tsga yaḍni n-urdun. wa-tamazirt n-jalil tazdġt n-ibrraniyn .
(trg)="b.MAT.4.15.1"> Umhlaba wakwaZebhulon nomhlaba wakwaNafetali , Wendlela yaselwandle , phesheya kweYordan , WaseGalili yeentlanga ,

(src)="b.MAT.4.16.1"> han ġwin gawrnin ġ-tillas a-iẓran tifawt iggutn. ġwin zdġnin ġ-tmazirt n-umalu l-lmut , ntni a-f-tsfaw tifawt . »
(trg)="b.MAT.4.16.1"> Abantu abo bahleli ebumnyameni Babone ukukhanya okukhulu ; Nabo bahleli ezweni nasethunzini lokufa Bavelelwe kukukhanya .

(src)="b.MAT.4.17.1"> ġakudan a-igra yasuɛ ar-itbrraḥ ar-ittini : « flat kullu ma-tskarm yʷh̬šn , ašku takmur-d-tgldit n-ignna . »
(trg)="b.MAT.4.17.1"> Waqala oko uYesu ukumemeza , esithi , Guqukani , kuba ubukumkani bamazulu busondele .

(src)="b.MAT.4.18.1"> iftu yasuɛ ġ-tama n-umda n-jalil , iẓr sin aytmatn , simɛan lli-mi-ttinin bṭrus d-gʷmas andraws. ingʷmarn n-islman ad-gan , grn-in ššbkt ġ-umda .
(trg)="b.MAT.4.18.1"> Uthe ke uYesu , ehamba ngaselwandle lwaseGalili wabona abazalwana ababini , uSimon ekuthiwa nguPetros noAndreya , umzalwana wakhe , bephosa umnatha elwandle ; kuba babengababambisi beentlanzi .

(src)="b.MAT.4.19.1"> isawl srsn yasuɛ yini-asn : « aškad-d munat didi , rarġ-kʷn a-tgm ingʷmarn n-mddn . »
(trg)="b.MAT.4.19.1"> Athi ke kubo , Yizani apha nindilandele ; ndonenza nibe ngababambisi babantu .

(src)="b.MAT.4.20.1"> ġakudan fln ššbayk-nsn , munn dids .
(trg)="b.MAT.4.20.1"> Bayishiya kwaoko iminatha , bamlandela ke .

(src)="b.MAT.4.21.1"> izayd iftu yan imikk s-n-iẓra sin aytmatn yaḍni , yaɛqub yus n-zabdi d-gʷmas yuḥanna. llan ġ-tanawt ntni d-babatsn zabdi ar-tɛdaln ššbayk. iġr-asn yasuɛ ,
(trg)="b.MAT.4.21.1"> Uhambele phambili esuka apho , wabona abanye abazalwana ababini , uYakobi lo kaZebhedi , noYohane umzalwana wakhe , besemkhombeni noZebhedi uyise , belungisa iminatha yabo ; wababiza ke .

(src)="b.MAT.4.22.1"> fln-in tanawt ula babatsn ġakudan , munn dids .
(trg)="b.MAT.4.22.1"> Bawushiya kwaoko umkhombe noyise , bamlandela ke .

(src)="b.MAT.4.23.1"> izayd yasuɛ ar-itkka tamazirt n-jalil kullutt , ar-isslmad ġ-tgʷmma n-tẓallit , ar-itbrraḥ s-lh̬bar ifulkin n-tgldit n-ignna , ar-ijjujji mddn zġ-kraygatt tamaḍunt ula kraygatt aṭṭan nna-gisn-illan .
(trg)="b.MAT.4.23.1"> Waye uYesu elihamba lonke elaseGalili , efundisa ezindlwini zabo zesikhungu , evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani , ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini .

(src)="b.MAT.4.24.1"> sfldn fllas kullu mddn ġ-tmazirt n-suriyya , awin-as-d kullu ma-ihršn s-mknna tga-tmaḍunt ula aṭṭan , gn-iyt ikušamn nġd imjnan nġd ġwilli issṭar-uslay , ijjujji-tn kullutn .
(trg)="b.MAT.4.24.1"> Lwaphuma ke udumo lwakhe lwaya kulo lonke elaseSiriya , babazisa kuye bonke abafayo , bebanjwe zizifo ngezifo naziintuthumbo ngeentuthumbo , nabaphethwe ziidemon , nabanesathuthwane , nabanedumbe , wabaphilisa ke .

(src)="b.MAT.4.25.1"> ḍfurn-t mddn ggutnin , uškan-d zġ-tsgiw n-jalil d-tmazirt n-mrawt-tmdinin d-urušalim d-tmazirt n-yudaya ula zġ-tsga yaḍni n-wasif n-urdun .
(trg)="b.MAT.4.25.1"> Walandelwa zizihlwele ezininzi zivela kwelaseGalili , naseDekapoli , naseYerusalem , nakwelakwaYuda , naphesheya kweYordan .

(src)="b.MAT.5.1.1"> lliġ iẓra yasuɛ mddn ggutnin uškan-d s-dars , iġli s-yan-uwrir iskiws , munn-d fllas imḥḍarn-ns .
(trg)="b.MAT.5.1.1"> Uthe ke , akuzibona izihlwele ezo , wenyuka intaba ; waza akuhlala phantsi , beza kuye abafundi bakhe .

(src)="b.MAT.5.2.1"> ibdu ar-tn-isslmad yini :
(trg)="b.MAT.5.2.1"> Wawuvula umlomo wakhe , wabafundisa , esithi ,

(src)="b.MAT.5.3.1"> « imbarkin ad-gan ġwilli ssḥssanin is-ur-gin yat , ašku ntni a-mi-tlla-tgldit n-ignna .
(trg)="b.MAT.5.3.1"> Banoyolo abangamahlwempu ngomoya ; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo .

(src)="b.MAT.5.4.1"> imbarkin ad-gan ġwilli allanin , ašku ntni a-mi-ra-isfiḍ rbbi imṭṭawn-nsn .
(trg)="b.MAT.5.4.1"> Banoyolo abakhedamileyo ; ngokuba baya konwatyiswa bona .

(src)="b.MAT.5.5.1"> imbarkin ad-gan ġwilli tṣbarnin , ašku ntni a-ra-išškšm rbbi s-kullu timih̬ar-ns .
(trg)="b.MAT.5.5.1"> Banoyolo abanobulali ; ngokuba umhlaba baya kuwudla ilifa bona .

(src)="b.MAT.5.6.1"> imbarkin ad-gan ġwilli yaġ laẓ ula irifi i-ma-irḍan rbbi , ašku ntni a-ra-išbɛ .
(trg)="b.MAT.5.6.1"> Banoyolo abalambela banxanelwe ubulungisa ; ngokuba baya kuhluthiswa bona .

(src)="b.MAT.5.7.1"> imbarkin ad-gan ġwilli tḥnnunin ġ-wiyyaḍ , ašku ntni a-f-ra-d-iḥnnu rbbi .
(trg)="b.MAT.5.7.1"> Banoyolo abanenceba ; ngokuba baya kwenzelwa inceba bona .

(src)="b.MAT.5.8.1"> imbarkin ad-gan ġwilli dar ul iġusn , ašku ntni a-ra-iẓr rbbi .
(trg)="b.MAT.5.8.1"> Banoyolo abahlambulukileyo intliziyo ; ngokuba baya kumbona uThixo bona .

(src)="b.MAT.5.9.1"> imbarkin ad-gan ġwilli skarnin sslamt , ašku ntni a-ra-ig rbbi d-tarwa-ns .
(trg)="b.MAT.5.9.1"> Banoyolo abaxolisi ; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona .

(src)="b.MAT.5.10.1"> imbarkin ad-gan ġwilli trfufunnin f-ssibt n-ma-irḍan rbbi , ašku ntni a-mi-tlla-tgldit n-ignna .
(trg)="b.MAT.5.10.1"> Banoyolo abatshutshiswa ngenxa yobulungisa ; ngokuba ubukumkani bamazulu bobabo .

(src)="b.MAT.5.11.1"> imbarkin a-tgam iġ-kʷn-rgmn mddn ssrfufnn-kʷn inin fllawn kullu ma-yʷh̬šnn s-tkrkas f-ssibt n-ma-tgam winu .
(trg)="b.MAT.5.11.1"> Ninoyolo nina , xa bathe abantu baningcikiva , banitshutshisa , bathetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka , ngenxa yam .