Ek het in my skooldae cricket gespeel.
Ndandidlala iqakamba ngeentsuku zam zesikolo.


Die voƫls vlieg in die lug.
Iintaka zibhabha esibhakabhakeni.

Ek gaan waar die son skyn.
Ndiya apho ilanga likhanya khona.

Kan ek jou help? Nee, dis oraait.
Ndingakunceda? Hayi, kulungile.

Ek kom nou van PE af, ek het vanoggend aangekom.
Ndivela eBhayi, ndifike kusasa.