# tl/4ifTsOUViq4f.xml.gz
# xho/4ifTsOUViq4f.xml.gz


# tl/PI9pFp9ATLlg.xml.gz
# xho/PI9pFp9ATLlg.xml.gz


(src)="2"> Sa nakaraang video , nag sanay tayo sa pag add ng maliit na numero .
(trg)="3"> Esifundweni sokugqibela , besiziqhelanisa nodibaniso
(trg)="4"> lwamanani amancinci .

(src)="3"> Halimbawa , kung i add natin ang 3 + 2 , maihahalintulad natin ito sa 3 bilog na prutas -- 1 , 2 , 3 . na i add natin sa 2 pang bilog na prutas .
(trg)="5"> Umzekelo , ukuba besidibanise 3 ne- 2 , singacinga ukuba mhlawumbi bendineelamuni ezintathu --- 1 , 2 , 3 .
(trg)="6"> Ukuba bendifuna ukudibanisa ezaa lamuni mhlawumbi neelayimi ezi- 2 ...

(src)="4"> Ilang prutas na lahat- lahat ?
(trg)="9"> Zingaphi iziqhamo ezimuncu endinazo ngoku ?

(src)="5"> Kagaya ng natutunan natin sa sa nakaraang video , meron tayong 1 , 2 , 3 3 dagdagan ng 2 ay 5 .
(trg)="10"> Njengoko besifundile kwividiyo engaphambili , besinamaqhekeza eziqhamo elinye , amabini , amathathu
(trg)="11"> Ngoko ke isithathu xa usidibanisa nesibini zenza isihlanu .

(src)="6"> At parehas lang din ng sagot kung i add natin ang 2 sa 3
(trg)="12"> Siye sabona nokuba isiphumo siyafana na xa sidibanisa isibini nesithathu

(src)="7"> 1 , 2 , 3 , 4 , 5
(trg)="14"> linye , mabini , mathathu , mane , mahlanu .

(src)="8"> Baliktarin man ang mga numero , ang sagot pa rin ay 5 .
(trg)="16"> Ayinamsebenzi ukulandelelana kwodibaniso , useza kwesihlanu .

(src)="9"> Isa pa sa ating natutunan sa nakaraang video ay ang paggamit ng linya
(trg)="18"> Enye into esiyibonileyo kwividiyo yokugqibela yindlela yokusebenzisa umgca- manani ngokwesiseko ziyinto enye .

(src)="10"> Gumuhit tayo ng linya at isulat natin ang numero ng magkakasunod
(trg)="19"> Ngoko singazoba umgca

(src)="12"> Sa mga susunod na video , tuturuan ko kayo ng numero na mas maliit sa 0 .
(trg)="23"> Asizukwenze loo ; andinandawo okanye ixesha kule vidiyo ukuyenza .
(trg)="24"> Ningehla phantsi nakangakani ufuna .
(trg)="25"> ' Sizoqala eqandeni , sizoyithatha njengenyanisilo -- kwiividiyo ezilandelayo ndizonixelela ngamanani amancinci kwiqanda .

(src)="13"> Magsimula tayo sa 0 , na ang ibig sabihin ay wala o blanko
(trg)="27"> Masiqale eqandeni , iqanda ithetha ayikho nto .

(src)="14"> 0 , 1 , 2 , 3 , 4 , 5 , 6 , 7 , 8 , 9 , 10 , 11 damihan natin 12
(trg)="29"> Njalo 0 , 1 , 2 , 3 , 4 , 5 , 6 , 7 , 8 , 9 , 10 , 11 .... masinyuke phezu . ishumi elinambini

(src)="15"> 13 , 14
(trg)="31"> 13, 14 ... ndiyakwazi ukuqhubeka , kodwa mhlawumbi 14 izokwanela le vidiyo .

(src)="16"> Hanggang sa susunod na video
(trg)="63"> Ndizonibona kwi- vidiyo elandelayo .

# tl/fbpZ98nxEgnj.xml.gz
# xho/fbpZ98nxEgnj.xml.gz


(src)="1"> Maligayang pagdating sa " basic addition " !
(trg)="1"> wamkelekile kulo mboniso kweZOBALO EZISELULA .

(src)="2"> Alam ko ang iniisip mo :
(trg)="2"> Ndiyazi ukuba ucingantoni :

(src)="3"> " Di ganun ka- basic and addition para sa' kin ! "
(trg)="3"> " Sal , ukudibanisa akubonakali kulula kum "
(trg)="4"> Koko , ndiyaxolisa .

(src)="4"> Paumanhin ...
(src)="5"> Nawa 'y sa dulo ng palabas , o sa ilang linggo , ay basic na 'to sa´yo
(src)="6"> Simulan natin siguro sa , maari mong sabihin , ilang mga katanungan
(trg)="5"> Ndine themba ukuba ngethemba xa kuphela lo mboniso okanye kwiiveki ezilandelayo , izakubonakala ilula koko ke masikhe siqalise ndicinga ukuba singathi , ezinye iingxaki

(src)="7"> Simulan natin sa isang tanyag na problema :
(src)="8"> 1 + 1
(trg)="6"> Koko , masithi ndizakuqala ngezakudala uNye umdibanise kwakunye nomnye uNye

(src)="9"> At alam ko na alam mo nang gawin ito
(src)="10"> Pero ipapakita ko yung paraan paano kung saka- sakaling hindi mo pa ito kabisado
(trg)="7"> Ndicinga ukuba sele uyazi ukuba yenziwa njani lena yona kodwa , ndizawukuku bonisa uhlobo lokuyenza lento , umhlawumbi kwenzeke ukuba unganyanzeleki ukuba uyinqaye lento okanye awukayichuli lento .

(src)="11"> Sabihin natin ,
(src)="12"> Kung meron akong isa - ito ay isang ... avocado
(src)="13"> Kung meron akong isang avocado at binigyan mo pa ako ng isa
(trg)="8"> Uzawukuthi kengoko , ukuba ndine nto eNye ( Masithi loonto yi Avocado . ) ukuba ndine Avocado eNye kwaye umhlawumbi bekunokwenzeka ukuba undinike iAvocado eNye , zingaphi ke iiAvocado endinazo kengoku ?

(src)="14"> Ilang avocado ang meron ako ?
(trg)="9"> Ngoko ke , masikhe sibone .

(src)="15"> Isa , dalawang avocado
(src)="16"> Kaya , ang 1 + 1 ay 2
(trg)="10"> NdineNye ... ndineyeSibini iAvocado ngoko ke , eNye uze uyidibanise neNye zenza ezimbini

(src)="17"> Ngayong , iniisip mo :
(trg)="11"> Ndiyazi kengoku ukuba ucinga ntoni :

(src)="18"> " Ang dali naman ! "
(trg)="12"> " Ibilula kakhulu ke noko "

(src)="19"> Kaya bibigyan kita ng mas mahirap
(trg)="13"> Ngoko ke mandikhe ndikunike into engathi izakuba nzinyarhana kancinci
(trg)="14"> Ndiyazithanda ke iiAvocado .

(src)="20"> Ayos itong avocado
(src)="21"> Ituloy nating ganito
(trg)="15"> Ndithanda ukuncamathela kuwo lomba

(src)="22"> Ano ang 3 + 4 ?
(trg)="16"> Yintoni isiThathu esidityaniswe neSine ?
(trg)="17"> Hmm .

(src)="23"> Heto , tingin ko , ay mas mahirap
(trg)="18"> Ndicinga ukuba ingathi ithanda ukuba nzinyana kancinci le ingxaki .

(src)="24"> Sige , sa avocado pa rin tayo
(trg)="19"> Koko ke , masikhe sincamathele apha kwezi Avocado . ukuba ke awuyazi ukuba yintoni iAvocado

(src)="25"> Kung sakaling di mo alam kung ano ang avocado ito 'y isa sa mga pinkamasasarap na prutas at isa ring sa mga pinakamalalangis
(trg)="20"> Isi , Isisiqhamo esimnandi kakhulu .
(trg)="21"> Isesona siqhamo esakhe satyeba kakhulu kuzo zonke iziqhamo .

(src)="26"> Di mo nga siguro iisiping prutas kung makakita ka nito
(trg)="22"> Umhlawumbi ubungayazi nokuba isisiqhamo -- nokuba umhlawumbi ubukhe watya yanye . ngoko ke , masithi ndinee Avocado eziNtathu .

(src)="27"> Sabihin natin meron akong 3 avocado 1 2 3 at binigyan mo pa ko ng 4
(trg)="23"> INye , Zimbini , Zintathu .
(trg)="24"> Andithi ?
(trg)="25"> INye , Zimbini , Zintathu .

(src)="28"> Gawin nating dilaw yung 4 , para alam mo na ito yung binigay mo sa' kin 1 2 3 4
(trg)="26"> Masithi umhlawumbi ubuza kundinika iiAvocado eZine ngoko ke , masibeke ezi Zine zibe Thyeli ngoko ke , uyazi ukuba ezi zizo ezi undinike zona
(trg)="27"> Inye
(trg)="28"> Zimbini zintathu

(src)="29"> Ilang mga avocado ang meron ako ngayon ?
(trg)="30"> Lilonke zingaphi ke iiAvocado othe wandinika zona ?

(src)="30"> Bilangin natin , 1 2 3 4 5 6 7 avocados
(src)="31"> Kaya ang 3 + 4 ay 7
(trg)="31"> Ziyi , Inye , Zimbini , Zintathu , Zine , Zinhlanu , Zintandathu , ZisiXhenxe iiAvocado ngoko ke , isiTHATHU usidibanise neSINE zenza iSIXHENXE .

(src)="32"> Ngayon naman , simulan natin ang isa pang paraan para isipin ´to
(src)="33"> Ang tawag dito 'y :
(trg)="32"> Ngoku ke ndiza kukwazisa kwenye indlela yokuyi cinga lento

(src)="34"> Ang Number Line
(trg)="33"> Kuthiwa xa ibizwa nguMGCA MANANI .

(src)="35"> Ganito ko gagawin sa utak ko , kapag nakalimutan ko , kapag di ko kabisado ,
(src)="36"> Gamit ang number line , isusulat ko ang mga numero nang sunud- sunod , hanggang sa lahat ng numerong gamit ko 'y naisulat na
(src)="37"> Ang unang numero ay 0 , na ang ibig sabihi 'y wala ... ngayon alam mo na ,
(trg)="34"> Kwaye , ngokwenene , ndicinga ukuba lulo uhlobo endithi ndiyenze ngayo apha engqondweni yam , xana ndilibala -- ukuba akunyanzelekanga ukuba ndiyinqaye . ngoko ke apha emgceni manani , ndiye ndibhale nje amanani odwangokokulandelelana kwaye ndinyukela phezulwana ngokwaneleyo khonu kuze onke amanani endiwasebenzisayo abengaphakathi ngoko ke uyazi ukuba inani lokuqala liqanda inani elingekhoyo . umhlawumbi ubungazi kodwa ke ngoku uyazi wandule ukuya ku

(src)="38"> Pagkatapos 1 , 2 , 3 , 4 , 5 , 6 , 7 , 8 , 9 , 10
(trg)="35"> NYE
(trg)="36"> ZIMBINI
(trg)="37"> ZINTATHU

(src)="39"> Patuloy sa :
(trg)="45"> Iyaqhubekeka ke
(trg)="46"> ISHUMI ELINANYE

(src)="40"> 11 , ...
(src)="41"> Sabi natin 3 + 4
(trg)="47"> Ngoko ke , sithi ISITHATHU usidibanise neSINE .

(src)="42"> Simulan natin sa 3
(trg)="48"> Masiqale ke kwi siTHATHU .
(trg)="49"> Ngoko ke ndine SITHATHU .

(src)="43"> Heto ang 3
(src)="44"> Idadagdag natin yung 4 sa 3
(trg)="50"> Kwaye ngoku ke sizawukongeza iSINE kuso esi SITHATHU .