# som/KewEIJf378xx.xml.gz
# xho/KewEIJf378xx.xml.gz


(src)="1"> Ku soo dhawoow soo bandhigista iskudarka Jajab- Tobanlaha .
(trg)="1"> Wamkelekile kwingcaciso yendibaniso yezishumi .

(src)="2"> Bal aan laylisyo sameeyno .
(trg)="2"> Make siphendulo imibuzo embalwa .

(src)="3"> Bal aan dhahno waxaan haysanaa dhibic eber eber sideed -- laguna daray shan -- waxaan isugu dhinac qoraayaa si kas ah -- hal dhibic todobo sagaal sagaal .
(src)="4"> Ugu horeyntii waxaa laga yaabaa in aad is leedahay , jajab- tobanle , waa i qasaan , oo waan iska deynayaa .
(src)="5"> Laakiin waxaan ku tusidoonaa in aysan ahayn mid adag oo ay la' mid tahay xisaabinta iskudarista caadiga ah .
(trg)="3"> Ngoko masithi bendine 0 . 008 -- lowo ngu- 8 --- udityaniswe no - 5 kwaye ndibhalala macala ngebom - 1 . 799 ngoko ekuqaleni uzobangathi , ezizishumi , ziyandibhida , ndincamile . kodwa ndizokubonisa into yokuba ilula kwaye ayinzimanga njengo dibaniso oluqhelekileyo . kwaye inye into onothi uyicinge xa uphendula imibuzo yezishumi . kufuneka udwelise kakuhle iizishumi . ngoko masiqale ngegama lokuqala kwaye msiphinde siyibhale kwakhona kwenzele senze izibalo eziqhelekileyo . . 0085 ngoku inani lesibini . masibeke ichaphaza lezishumi endaweni efana neli chaphaza lokuqala kwelinani lingentla , kwaye siphinde silibhale elinani kwakhona . ngoko ngu - 1 .

(src)="10"> Taasoo ah hal dhibic todobo sagaal sagaal .
(src)="11"> Waxaan sameynay howl fudud , taasoo ah in aan lambaradii marlabaad qornay anagoo dhibcahooda isku toosinay .
(src)="12"> Waxaana noo furnaa ( fasaxnaa ) in aan kan kore iyo kan hoose isku bedelno .
(trg)="4"> 799 . ngoko konke esikwenzileyo kuphinda sibhale lamanani ngendlela eyiyo , amachaphaza ezishumi ethe ngqo . kwaye ngesiwaguqulele . ngesibhale u 1 . 799 kuqala kwaye . 0085 ngasezantsi . yintoni undoqo - kwaye ukuba uyayazi futhi sowukwazi ukuphendula imibuzo yodibaniso , sowuyibinle indlela yokuphendula udibaniso lwe zishumi -- kufuneka ubhale amachaphaza ezishumi ngohlobo olululo . ngoko xa uwabhale kakuhle lamachaphaza ezishumi sikulungele ukuqala udibanisa . kodwa , hee , Sal , kukho into engaqhelekanga onokuyithso apha . ndingamdibanisa njani lo 5 nenani elingekhoyo ? ngoko sikhona isisombululo esilula kulo mbuzo . masibeke u - 0 apha . kwaye , ndingayenza njani lonto ? ndingayenza njani into yokwandisa inani ngo - 0 ? andazi noba besindikubonisile kwesinye isifundo , kodwa xa udibanisa u - 0 kwizishumi , akuzubhakho tshintsho lungako kwisishumi . kwaye ndicinga ukuba uyayiva lento . ukuba ndithi 1 . 10 , lonto iyafana nokuba kuthiwe 1 . 1 . ibe iyinto efana no - 1 . 100 . ekugqibeleni ngu - One no One Tenth . kwaye aba - 0 bongezelela inani lemivo ,

(src)="26"> Eberadaas waa iska dheeraad jajabka dheereeya , waana kuwo aana waxba ka bedelaynin qiimaha lambarka .
(src)="27"> Waxaana laga yaabaa in markale oo aan idin baridoono kumbuyuutarka iyo xisaabitaankiisa , ayaa laga yaabaa in ay qiimo yeeshaan .
(trg)="5"> lonto ke ayibangeli ukuba inani elo litshintshe . kwaye mhlawumbi ekuhambeni kwethuba xa ndifundisa ikhomputha programing kunye nezekhomputha , ukuthi nqo kuzobaluleka . kodwa okwangoku , akubalulekanga .

(src)="28"> Laakiin hadda wax qiimo ah ma' laha . tirada xiimaheeda ayaa nagu filan .
(src)="29"> Aniga waxaan ku daray eberkan adigana waad samaynkartaa marwalba .
(src)="30"> Waad ku dari kartaa eberada gadaal raaca ah . ayadoo aysan bedelmin qiimaha uu lambarka lahaa .
(trg)="6"> lixabiso nje . ngoko ndibeke lo- 0 apha kwaye nawe ungayenza lento . ungabafakela oo- 0 ngaphandle kokutshintsha ixabiso le nani . kwaye ngoku sikulungele ukudibanisa . xa udibanisa u5 no- 0 ufumana u- 5 . xa udibanisa u 8 no9 ufumana u17 . u1 umdibanise no 0 kwakhona udibanise no 9 , impendulo ngu10 . mnyuse lo1 . xa udibanisa u1 kunye no 0 udibanise no7 ufumana u8 . kwaye wehlise lo1 ngoba akukho nani onolidibanisa kulo . kwaye ngesifakele u0 ngaphambili apha ukuba ubufuna . inkosikazi yam ngugqirha kwaye uthi kubalulekile uhlala udibanisa lo0 kwenzele kungabikho mntu unika omnye umlinganiselo weyeza oshotayo . kodwa ke , ngoku sesi gqibile . sesigqibile ukwenza udibaniso , kwaye ngoku funeka sazile ukuba siliba phi elichaphaza lezishumi . elichaphaza lezishumi , liyehla apha ngokofanelekileyo . kwaye singakwazi ukuyenza lonto ngokuba sesiwabeke ngendawo zawo lamachaphaza . ngoko , impendulo kulombuzo ingu - 1 . 8075 . ibonakala ingathi ayicacanga , kodwa okufuneka ukwenzile kukudwelisa amachaphaza ezishumi , ubeke oo0 apho kufuneka khona , emva koko udibanise . kwaye ukuba uyakwazi udibanisa sowukwazi ukwenza lento . masenze omnye umbuzo .

(src)="42"> Konton iyo sideed dhibic todobo shan lagu daray dhibic eber labo sideed .
(src)="43"> Hadii aad aragtid layliskaan oo kale , oo sidaan loo qoray , waxaa laga yaabaa in aad horey ugu boodo xisaabitaankeeda . isku dar shan iyo sideed , todobo iyo labo , sideed iyo eber .
(src)="44"> Ka dibna soo deji shan iyo waxa saas la mid ah .
(trg)="7"> 58 . 75 umdibanise 0 . 28 . ngoko ke ukuba ubone umbuzo onje , ebhalwe ngoluhlobo ,

# som/SWPJGCVAIjiR.xml.gz
# xho/SWPJGCVAIjiR.xml.gz


(src)="1"> aan barano sida lisugu dhufto xisaabta isku dhufashada xisaabta sida ugu wanaagsan fikrad ahaanteeda waa inaa marka hore tusaalooying bixisaa kadibana aad sharaxdaa sidee ushaqeeyaan aadna isku daydaa inaad ogaato micnahooda waxee yihiin
(trg)="1"> Masifunde ukuphinda- phinda .
(trg)="2"> Phinda- phinda .
(trg)="3"> Ndicinguba into encedayo ukwenza nayiphina into , kukwenza imizekelo kuqala . emvenikoko sithethe ngalomizekelo , sizame ukuqonda ukuba ithetha ukuthini .