# sco/fbpZ98nxEgnj.xml.gz
# xho/fbpZ98nxEgnj.xml.gz


(src)="1"> Walcom tae the video oan BASEEC ADDITION .
(src)="2"> Ah ken whit yer thinkin :
(trg)="1"> wamkelekile kulo mboniso kweZOBALO EZISELULA .

(src)="3"> " Sal , addeetion isna sae baseec fer me . "
(trg)="2"> Ndiyazi ukuba ucingantoni :
(trg)="3"> " Sal , ukudibanisa akubonakali kulula kum "

(src)="4"> Weel , Ah 'm sairrie .
(trg)="4"> Koko , ndiyaxolisa .

(src)="5"> Hopefulie , at the end o this video , or in twa- three weeks , it 'l seem baseec .
(src)="6"> Sae lats get gaun wi ,
(src)="7"> Ah guess we coud say , some proablems .
(trg)="5"> Ndine themba ukuba ngethemba xa kuphela lo mboniso okanye kwiiveki ezilandelayo , izakubonakala ilula koko ke masikhe siqalise ndicinga ukuba singathi , ezinye iingxaki

(src)="8"> Weel , hoo aboot we stairt wi aen auld classeec .
(src)="9"> 1 + 1
(trg)="6"> Koko , masithi ndizakuqala ngezakudala uNye umdibanise kwakunye nomnye uNye

(src)="10"> N Ah think ye can awreddie dae this .
(src)="11"> But Ah 'l shaw ye ae waa o daein this , in case ye no hae it memorised , or ye 'v no awreddie maistered this .
(trg)="7"> Ndicinga ukuba sele uyazi ukuba yenziwa njani lena yona kodwa , ndizawukuku bonisa uhlobo lokuyenza lento , umhlawumbi kwenzeke ukuba unganyanzeleki ukuba uyinqaye lento okanye awukayichuli lento .

(src)="12"> Lats say that Ah hae
(src)="13"> Yin ( Lats crie this aen avacado . )
(src)="14"> Gif Ah hae 1 avacado , n than ye gave me anither avacado hoo monie avacados hae Ah the nou ?
(trg)="8"> Uzawukuthi kengoko , ukuba ndine nto eNye ( Masithi loonto yi Avocado . ) ukuba ndine Avocado eNye kwaye umhlawumbi bekunokwenzeka ukuba undinike iAvocado eNye , zingaphi ke iiAvocado endinazo kengoku ?

(src)="15"> Weel , lats see .
(trg)="9"> Ngoko ke , masikhe sibone .

(src)="16"> Ah hae yin ... twa avacados .
(src)="17"> Sae , 1 + 1 is the same aes twa .
(trg)="10"> NdineNye ... ndineyeSibini iAvocado ngoko ke , eNye uze uyidibanise neNye zenza ezimbini

(src)="18"> O . K . , Ah ken whit yer thinkin :
(trg)="11"> Ndiyazi kengoku ukuba ucinga ntoni :

(src)="19"> " That wis ower easie . "
(trg)="12"> " Ibilula kakhulu ke noko "

(src)="20"> Sae , lat me gie ye sommit ae wee bit harder .
(trg)="13"> Ngoko ke mandikhe ndikunike into engathi izakuba nzinyarhana kancinci

(src)="21"> Ah lik the avacados .
(trg)="14"> Ndiyazithanda ke iiAvocado .

(src)="22"> Ah micht haud wi that theme .
(trg)="15"> Ndithanda ukuncamathela kuwo lomba

(src)="23"> Whit 's 3+4 ?
(src)="24"> Hmm .
(trg)="16"> Yintoni isiThathu esidityaniswe neSine ?

(src)="25"> Ah think this is ae harder proablem .
(trg)="17"> Hmm .
(trg)="18"> Ndicinga ukuba ingathi ithanda ukuba nzinyana kancinci le ingxaki .

(src)="26"> Lats haud wi the avacados .
(src)="27"> Incase ye didna ken whit an avacado is , it 's actualie ae verra delicious fruit .
(trg)="19"> Koko ke , masikhe sincamathele apha kwezi Avocado . ukuba ke awuyazi ukuba yintoni iAvocado

(src)="28"> In fact it 's the fattiest o aw fruits .
(trg)="20"> Isi , Isisiqhamo esimnandi kakhulu .
(trg)="21"> Isesona siqhamo esakhe satyeba kakhulu kuzo zonke iziqhamo .

(src)="29"> Ye proablie didna een ken that it wis ae fruit, een gif ye 'v eaten yin .
(src)="30"> Sae lats say that Ah hae 3 avacados .
(trg)="22"> Umhlawumbi ubungayazi nokuba isisiqhamo -- nokuba umhlawumbi ubukhe watya yanye . ngoko ke , masithi ndinee Avocado eziNtathu .

(src)="31"> 1 , 2 , 3 .
(trg)="23"> INye , Zimbini , Zintathu .

(src)="32"> Richt ? yin , twa , three .
(trg)="24"> Andithi ?
(trg)="25"> INye , Zimbini , Zintathu .

(src)="33"> N lats say ye gie me 4 mair avacados .
(src)="34"> Sae lat me pit this 4 in yelloch , sae noo ye ken that thir 's the avacados that yer giein me .
(trg)="26"> Masithi umhlawumbi ubuza kundinika iiAvocado eZine ngoko ke , masibeke ezi Zine zibe Thyeli ngoko ke , uyazi ukuba ezi zizo ezi undinike zona

(src)="35"> 1 2 3 4
(trg)="27"> Inye
(trg)="28"> Zimbini zintathu
(trg)="29"> Zine

(src)="36"> Nou , hou monie avacados hae Ah aw up ?
(trg)="30"> Lilonke zingaphi ke iiAvocado othe wandinika zona ?

(src)="37"> That 's 1 , 2 , 3 , 4 , 5 , 6 , 7 , avacados .
(src)="38"> Sae , 3 + 4 is the same aes 7 .
(trg)="31"> Ziyi , Inye , Zimbini , Zintathu , Zine , Zinhlanu , Zintandathu , ZisiXhenxe iiAvocado ngoko ke , isiTHATHU usidibanise neSINE zenza iSIXHENXE .

(src)="39"> Nou Ah 'm gaun tae introduce ye tae anither waa o thinkin o this .
(trg)="32"> Ngoku ke ndiza kukwazisa kwenye indlela yokuyi cinga lento

(src)="40"> It 's cried the nummer line .
(trg)="33"> Kuthiwa xa ibizwa nguMGCA MANANI .

(src)="41"> N , Ah think this is hou Ah dae it in ma heid , whan Ah ferget -- gif Ah dinna hae it memorised .
(src)="42"> Sae oan the nummer line , Ah juist write aw o the nummers in order , n Ah gae hei enough sae that aw the nummers that Ah 'm uisin ar in it .
(src)="43"> Sae , ye ken that the first nummer is 0 , n this is nawthing .
(trg)="34"> Kwaye , ngokwenene , ndicinga ukuba lulo uhlobo endithi ndiyenze ngayo apha engqondweni yam , xana ndilibala -- ukuba akunyanzelekanga ukuba ndiyinqaye . ngoko ke apha emgceni manani , ndiye ndibhale nje amanani odwangokokulandelelana kwaye ndinyukela phezulwana ngokwaneleyo khonu kuze onke amanani endiwasebenzisayo abengaphakathi ngoko ke uyazi ukuba inani lokuqala liqanda inani elingekhoyo . umhlawumbi ubungazi kodwa ke ngoku uyazi wandule ukuya ku

(src)="45"> N than ye gae tae 1 ( yin ) 2 ( twa ) 3 ( three )
(trg)="35"> NYE
(trg)="36"> ZIMBINI
(trg)="37"> ZINTATHU

(src)="46"> 4 ( fower ) 5 ( five ) 6 ( sax ) 7 ( se 'en ) 8 ( eicht ) 9 ( nine ) 10 ( ten )
(trg)="38"> ZINE
(trg)="39"> ZINHLANU
(trg)="40"> ZINTANDATHU

(src)="47"> It keeps gaun , 11 ( ele 'en )
(trg)="44"> ZILISHUMI
(trg)="45"> Iyaqhubekeka ke

(src)="48"> Sae , we 'r sayin 3 + 4 .
(trg)="46"> ISHUMI ELINANYE
(trg)="47"> Ngoko ke , sithi ISITHATHU usidibanise neSINE .

(src)="49"> Sae lats stairt wi 3
(trg)="48"> Masiqale ke kwi siTHATHU .

(src)="50"> Sae Ah hae 3 here .
(trg)="49"> Ngoko ke ndine SITHATHU .

(src)="51"> N we 'r gaun tae eik 4 tae that 3 .
(trg)="50"> Kwaye ngoku ke sizawukongeza iSINE kuso esi SITHATHU .

(src)="52"> Sae aw we dae is gae up the nummer line , or we gae tae the richt oan the nummer line , 4 mair .
(trg)="51"> Ngoko ke eyona nto siyenzayo kukukhulisa UMGCA MANANI , okanye siye ekunene apha kumGCA MANANI , songeze ngeSINE .

(src)="53"> Sae we gae 1 ... 2 ... 3 ... 4 .
(trg)="52"> Ngoko ke sithi , INYE ... ZIMBINI ... ZINTATHU ... ZINE

(src)="54"> See , aw that we did wis we increesed it bi 1 , bi 2 , bi 3 , bi 4 .
(src)="55"> N we foon oorsels at 7 .
(src)="56"> N that wis oor answer .
(trg)="53"> Uyaqaphela ukuba eyona nto siyenzileyo kukuthi sinyuse nje ngenani uNYE , ngeZIMBINI , ngeziNTATHU , ngeZINE . saze kengoku sayokuqhina kwi SIXHENXE . yiyo ke leyo impendulo yethu .

(src)="57"> We coud dae twa- three differant proablems .
(trg)="54"> Singazenza kwanezinye ezahlukileyo .

(src)="58"> Whit gif Ah speired ye whit 's 8 + 1 ?
(trg)="55"> Singathi , yintoni ---
(trg)="56"> Xa sinokubuza ukuba yintoni ISIBHOZO esidityaniswe noNYE ?

(src)="59"> Hmm .
(trg)="57"> Hmmm .

(src)="60"> 8 + 1 .
(trg)="58"> ISIBHOZO esidityaniswe noNYE .

(src)="61"> Weel , ye micht awredie ken . + 1 is simplie the neix nummer .
(trg)="59"> Koko ke , inokuba sele uyazi .
(trg)="60"> ISIBHOZO esidityaniswe noNYE ilinani nje elilandelayo [ emveni kweSIBHOZO ] .

(src)="62"> But gif ye luik at the nummer line , ye stairt at 8 , n ye eik 1 .
(trg)="61"> Kodwa ke ukuba ujonga uMGCA MANANI , uye uqale kwiSIBHOZO wandule ukongeza ke uNYE .

(src)="63"> 8 + 1 is the same aes 9 .
(trg)="62"> ISIBHOZO usidibanise noNYE zenza iTHOBA .

(src)="64"> Lat 's dae some harder proablems .
(trg)="63"> Masikhe senze ke ezingathi zithanda ukuba nzima iingxaki .

(src)="65"> N juist sae ye ken , gif yer ae wee bit afeart or nervous at first , ye can aye draw the circles , ye can aye dae the nummer line , n eventualie , the mair practice that ye dae , ye 'l hopefulie memorise thir , n ye 'l dae thir proablems in , hauf ae seicont .
(src)="66"> Ah promise .
(trg)="64"> Ukwenzele uyazi , ukuba ke unokudinwana yile nto ungakwazi ke ukuzoba izangqa , ukwanokwazi nokwenza umgca manani , kwaye emveni kwexesha , ngokuzilolonga kwakho ngethemba lokuba uzawukuzi nqaya ezi , kwaye uzawu kuzenza zonke ezi ngxaki ngaphantsi nje komzuzu . ndiyakuthembisa .

(src)="67"> Ye juist hae tae keep practicin .
(trg)="65"> Kufuneka nje umane uzulolonga .

(src)="68"> Lat 's say ...
(trg)="66"> Masithi ...

(src)="69"> Ah want tae draw the nummer line again .
(trg)="67"> Ndifuna ukuzoba umgca manani kwakhona . ndikwanayo into yokwenza umgca ;

(src)="70"> Actualie , Ah 'v ae line tuil ; sae Ah shidna gie ye thae uglie lines that Ah 'v been drawin ye .
(trg)="68"> lonto ithetha ukuba anduzu kuninika imigca emibi
(trg)="69"> le kanye bendimane ndininika yona .

(src)="71"> Luik at that .
(trg)="70"> Jonga pha .
(trg)="71"> Jonga pha .

(src)="72"> That 's amazin .
(trg)="72"> Yantle kakhulu .

(src)="73"> Och .
(src)="74"> Ae , luik at that .
(trg)="74"> Yhini , yhini , yhea .

(src)="75"> O . K .
(trg)="76"> Kulungile .

(src)="76"> That 's ae braw luikin line .
(trg)="77"> Ngoko ke wamhle ke lomgca .

(src)="77"> Ah 'm gaun tae feel bad delytin that later .
(trg)="78"> Ndizawukuva ubuhlungu xa kufuneka ndiwucime exesheni elizayo .

(src)="78"> Sae lat me draw ae nummer line .
(trg)="79"> Ngoko ke mandizobe umgca manani .

(src)="79"> 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15
(trg)="80"> Akhonto ( Iqanda )
(trg)="81"> INYE
(trg)="82"> ZIMBINI

(src)="80"> Sae lat 's dae ae hard proablem .
(trg)="95"> ISHUMI ELINESIHLANU
(trg)="96"> Masenze kengoku engathi izakuba nzinyana ingxaki .

(src)="81"> Whit is --
(trg)="97"> Yintoni --

(src)="82"> Ah 'l dae it in differant colours the nou .
(trg)="98"> Ndizawukuyenza ngemibala eyehlukileyo ngoku .

(src)="83"> 5 + 6
(trg)="99"> ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU

(src)="84"> Gif ye want , ye can pause the video n gie this ae shot .
(trg)="100"> Ngoko ke ukuba uyafuna , ungakwazi ukuwu misa lo mboniso bhanyabhanya uzame ukwenza lento .

(src)="85"> Ye micht awredie ken the answer .
(trg)="101"> Umhlawumbi ke sele uyazi impendulo .

(src)="86"> N Ah 'm sayin this is ae haurd proablem cause the answer is mair than the nummer o fingers that ye hae oan twa haunds .
(trg)="102"> Kwanaso isizathu sokuba ndithi yingxaki enzima noko le kungenxa yokuba impendulo ingaphezu kwe [ amanani eminwe yakho kwizandla zakho zozibini ]

(src)="87"> Sae ye canna realie dae it oan yer fingers .
(src)="88"> Sae lat 's get gaun wi this proablem .
(trg)="103"> Ngoko ke awunokwazi ukuyenza kwiminwe yakho . masiqalise ke ngayo le ingxaki .

(src)="89"> Actuallie , ma phone 's ringin .
(src)="90"> Bit Ah 'l ignore the phone , cause ye 'r mair important .
(trg)="104"> Unomyayi wam uyakhala . kodwa anduzukuwu hoya lo nomyayi , kuba nguwe obalulekileyo .

(src)="91"> Sae .
(src)="92"> O . K .
(trg)="105"> Ngoko ke , kulungile .

(src)="93"> Lat 's start at the 5 .
(trg)="106"> Masiqale kwiSIHLANU .

(src)="94"> Sae we start at the 5 .
(trg)="107"> Ngoko ke siqala kwiSIHLANU .

(src)="95"> N we 'r gaun tae eik 6 ti it .
(trg)="108"> Kwaye sizawuku dibanisa iSITHANDATHU apha kuso .

(src)="96"> Sae we gang :
(trg)="109"> Masiye kengoku . uNYE .

(src)="97"> 1 2 3 4 5 6
(trg)="110"> ZIMBINI
(trg)="111"> ZINTATHU
(trg)="112"> ZINE

(src)="98"> We 'r at ele 'en !
(trg)="115"> Sikwi SHUMU ELINANYE !

(src)="99"> Sae 5 + 6 is ele 'en .
(trg)="116"> Ngoko , ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU zenza ISHUMU ELINANYE .

(src)="100"> Nou Ah 'l speir ye ae speirin .
(trg)="117"> Ngoku ke ndiza kuku buza umbuzo .

(src)="101"> Whit 's 6 + 5 ?
(trg)="118"> Yintoni iSITHANDATHU esidityaniswe neSIHLANU ?

(src)="102"> Hmm ...
(trg)="119"> Huh ...

(src)="103"> Weel , we 'l nou see that ,
(src)="104"> Can ye swap the twa mummers n get the same answer ?
(trg)="120"> Koko , sizakuyibona ngoku loonto , kulungile ? ungakwazi ukuwatshintsha la manani mabini ukwafumana kwa impendulo enye ?