# oc/nYqVOwZt4f7U.xml.gz
# xho/nYqVOwZt4f7U.xml.gz


(src)="1"> Arredondís 1 . 585 a la desena mai prèp .
(trg)="1"> Sondelisa u 1, 585 kwishumi elikufutshane .

(src)="2"> Tòrni escriure lo nombre .
(trg)="2"> Mandiphinde ndilibhale inani .

(src)="3"> 1 . 585 a la desena mai prèp .
(trg)="3"> 1, 585 kwishumi elikufutshane .

(src)="4"> Nos anam concentrar sus la colomna de las desenas .
(trg)="4"> Ngoko sifuna ukujonga indawo yeshumi .

(src)="5"> Se deviam arredondir a la desena superiora , aniriam a 1 . 500 ...
(src)="6"> Lo colori .
(src)="7"> Arredondiriam a 1590 .
(trg)="5"> ukuba besinokulisondeza , besizakuya ku 1, 500 -- yithi ndiyifake umbala . besinokulisondeza ku 1, 590 . u 8 ebezakusondela abe ngu 9 .

(src)="9"> Se arredondissiam a la desena inferiora , aniriam a 1 . 500 ... e arredondiriam a 80 .
(trg)="6"> Kwaye u 90 , ukuba besinokunciphisa , besizakuya ku 1, 500 , kwaye sinciphise ibe ngu 80 .

(src)="10"> Alavetz , son las doas causidas qu' avèm .
(trg)="7"> Zimbini indlela apha .

(src)="11"> Avèm vist los dos darrièrs exemples .
(trg)="8"> Ngoku siyibonile lemizekelo mibini ndisandokuyenza .

(src)="12"> Se la chifra a drecha es un 5 o mai bèl , arredondissèm en montant .
(trg)="9"> Ukuba indawo ukuya ekunene ngu 5 okanye
(trg)="10"> likhulu , siyasondeza .

(src)="13"> Sèm dins aqueste cas .
(src)="14"> Es 5 o mai bèl .
(src)="15"> Es 5 , arredondissèm al mai bèl .
(trg)="11"> Kulungile , indawo ukuya ekunene ngu 5 okanye likhulu . ngu 5 , siyasondelisa . ngoko ngu 1, 590 .

(src)="17"> Es acabat .
(trg)="12"> Kwaye sigqibile !