# nl/0ZbIvSy8uGqi.xml.gz
# xho/0ZbIvSy8uGqi.xml.gz


(src)="1"> In de vorige video hebben we een aantal sommen gedaan met matrix vermenigvuldigingen en zagen dat dit vrij eenvoudig was .
(trg)="1"> Kumboniso udlulileyo silenzile iqelana lesakhelo lophindaphindo kwaye sibonile ukuba ibiyindlelalula .

(src)="2"> Je moet eerst al je vermenigvuldigingen doen en dan alle optellingen .
(trg)="2"> Kufuneka ulenze lonke uphindaphindo kuqala kwaye ulenze lonke udibaniso .

(src)="3"> Nu , laten we begrijpen waarom dit werkte .
(trg)="3"> Kanjalo , makhesizame ukuqonda kutheni kanye kanye isebenza .

(src)="4"> Het leek wel magie .
(trg)="4"> Iphantse yabonakala njengomlingo .

(src)="5"> En om te zien waarom het werkte , ga ik deze som opnieuw doen hier . en dan probeer ik ook uit te leggen wat we hebben gedaan bij de langere sommen
(trg)="5"> Ukuze siyibone ukuba kutheni isebenzile ndizakuyiphinda kwakhona apha kwaye ndizakuzama ukucacisa lento besiyenzile kwimisebenzi emide .

(src)="6"> Dus wanneer we zevenentwintig
(src)="7"> - dus je schrijft je twee en je zeven zo - keer achtenveertig .
(trg)="6"> Ngoko ke xa siphindaphinda amashumi amabini anesixhenxe ngoko ke ubhala isibini sakho nesixhenxe , nje ngolohlobo -- uphindaphinde ngamashumi amane anesibhozo .

(src)="8"> Ik ga exact hetzelfde doen als in de voorgaande video .
(trg)="7"> Ndenza kanye lento besiyenzile kumboniso odlulileyo .

(src)="9"> We tekenen een matrix , geven de twee een kolom en de zeven een kolom .
(trg)="8"> Sizobile isakhelo , sannika imihlathi emibini kunye nemihlathi esixhenxe .

(src)="10"> Zoals hier .
(trg)="9"> Nje ngolohlobo .

(src)="11"> We geven de vier een rij en de 8 een rij .
(trg)="10"> Sanika isine sokrozo kwaye sanika isibhozo ukrozo .

(src)="12"> En dan tekenen we onze diagonaal .
(trg)="11"> Kwaye sasizoba isixwesi sethu .

(src)="13"> Het belangrijkste hier zijn de diagonalen , zoals je je kunt voorstellen , anders zouden we ze niet tekenen .
(trg)="12"> Kwaye undoqo apha zizixwesi , njengokuba ungabanombono okanye asinokuzizoba .

(src)="14"> Dus je hebt je diagonalen .
(trg)="13"> Ngoko ke unazo izixwesi zakho .

(src)="15"> De manier om hierover te denken is dat elke diagonaal gelijk staan aan de plek van een getal .
(trg)="14"> Ngoku indlela onokucinga ngayo ngazinye ezi zixwesi zikwindawo yamanani .

(src)="16"> Dus bijvoorbeeld , deze diagonaal hier , is de plek van de enen .
(trg)="15"> Ngoko mzekelo , esi sixwesi apha , sikwindawo yokuqala .

(src)="17"> De volgende diagonaal , ik zal dit in deze lichtgroene kleur doen .
(trg)="16"> Esi landelayo isixwesi , ndizakuyenza ngalombala uluhlaza .

(src)="18"> Deze diagonaal hier in het lichtgroen , dat is de plek van de tienen .
(trg)="17"> Esi landelayo isixwesi apha esi ngombala oluhlaza , yindawo yeshumi .

(src)="19"> Nu doen we de volgende diagonaal hier links of erboven , afhankelijk van hoe je ernaar wilt kijken , ik doe deze in een roze kleur .
(trg)="18"> Ngoku isixhwesi esilandelayo ukuya ekunene okanye ngaphezu , kuxhomekeke ukuba ufuna ukuyijonga njani ,
(trg)="19"> Ndizakuyenza ngalombala upink .

(src)="20"> Je kunt wel raden , dat dit de plek is voor de honderdtallen is .
(trg)="20"> Ungaqajisela , ukuba izakuba kwindawo yamakhulu ,

(src)="21"> En dan , uiteindelijk , hebben we de kleine diagonaal hier , en ik doe die in een lichtblauwe kleur .
(trg)="21"> Kwaye , ekuqhibeleni sisheke nesisixwesi sincinane phaya , kwaye ndizakuyenza lento ngalombala uzuba .

(src)="22"> Dat is de plek van de duizendtallen .
(trg)="22"> Yindawo yamawaka .

(src)="23"> Dus wanneer we het ene cijfer met een and cijfer vermenigvuldigen , zorgen we gewoon dat we het in het juiste hokje zetten of op de juiste plek .
(trg)="23"> Ngoko ke nanini na xa siphindaphinda umvo omnye ngmnye , senza isiqinisekiso ukuba siyibeka kwibhakethi elililo okanye endaweni eyiyo .

(src)="24"> En je zult meteen zien wat ik bedoel .
(trg)="24"> Kwaye uza kuyibona lento ndiyithetha kungadlulanga nomzuzu .

(src)="25"> Dus we deden zeven keer vier .
(trg)="25"> Ngoko ke sisenzile isixhenxe usiphunda- phinde ngesine .

(src)="26"> Nu , we weten dat zeven keer vier achtentwintig is .
(trg)="26"> Ngoko ke , siyayazi ukuba isixhenxe usiphinda- phinde ngesine ufmana amashumi amabini anesibhozo .

(src)="27"> We hebben hier heel eenvoudig een twee en een acht opgeschreven .
(trg)="27"> Sivele sabhala isibini kunye nesibhozo nje , ngolohlobo .

(src)="28"> Maar wat hebben we eigenlijk gedaan ?
(trg)="28"> Kodwa kanye kanye yintoni esiyenzileyo ?

(src)="29"> En ik denk dat de beste manier om hierover na te denken is , dat deze zeven gelijk is aan de zeven in zevenentwintig .
(trg)="29"> Kwaye ndiyacinga ukuba eyona ndlela yokucinga ngayo , esi sixhenxe -- esi sisixhenxe kwamashumi amabini anesixhenxe .

(src)="30"> Dus dit is een gewone zeven .
(src)="31"> Toch ?
(trg)="30"> Ngoko ke , sisixhenxe esiqhelekileyo . akunjalo ?

(src)="32"> Maar deze vier , is de vier in achtenveertig .
(trg)="31"> Kodwa esi sine , sisine emashumini amane anesibhozo .

(src)="33"> Dus dat is niet een echte vier , maar eigenlijk een veertig .
(trg)="32"> Ngoko ke ayisosine nje esiqhelekileyo , ngokwenene ngamshumi amane .

(src)="34"> Achtenveertig kun je ook schrijven als veertig plus acht .
(trg)="33"> Amashumi amane anesibhozo angabhalwa kwakhona ngoluhloo amashumi amane dibanisa isibhozo .

(src)="35"> Deze vier hier staat gelijk aan een veertig .
(trg)="34"> Esi sine apha sibonisa amashumi amane .

(src)="36"> Dus hier zijn we niet echt zeven met vier aan het vermenigvuldigen , maar eigenlijk zeven met veertig aan het vermenigvuldigen .
(trg)="35"> Ngoko ke , apha asiphinda- phindi isixhenxe ngesine siphinda- phinda isixhenxe ngamashumi amane .

(src)="37"> En zeven keer veertig is niet achtentwintig , maar tweehonderdtachtig .
(trg)="36"> Kwaye isixhenxe usiphinda- phinde ngamashumi amane awufumani amashumi amabini anesibhozo , ngakhulu amabini anamashumi anesibhozo .

(src)="38"> En tweehonderdtachtig , wat kunnen we daarmee ?
(trg)="37"> Kwaye amakhulu amabini anamashumi anesibhozo , singacinga kanjani ngalonto ?

(src)="39"> We zouden kunnen zeggen dat dat tweehonderd plus acht keer tien .
(trg)="38"> Singathi amakhulu amabini dibanisa nezibhozo ezilishumi .

(src)="40"> En dat is precies wat we hier hebben opgeschreven .
(trg)="39"> Kwaye ngeyonanto esiyibhalileyo kanye apha .

(src)="41"> Let op : deze kolom - sorry , deze diagonaal hier ,
(trg)="40"> Qhaphela : -- uxolo , oluxwesiso apha ,

(src)="42"> Zoals ik al zei , is de diagonaal van de tienen .
(trg)="41"> Besele ndinixelele , ibiyindawo yeshumi yoxwesiso .

(src)="43"> En als we zeven vermenigvuldigen met veertig .
(trg)="42"> Kwaye siphinda- phinde isixhenxe ngamashumi amane .

(src)="44"> Zetten we de acht hier in de diagonaal van de tienen .
(src)="45"> Dus dat betekent acht tienen .
(trg)="43"> Sabeka isibhozo apha kwindawo yeshumi . ngoko ke ithetha lonto ukuba sisibhozo seshumi .

(src)="46"> Zeven keer veertig is twee keer honderd .
(trg)="44"> Isixhenxe usiphinda- phinde namashumi amane ufumana amakhulu amabini .

(src)="47"> We schreven een twee in de diagonaal van de honderdtallen .
(trg)="45"> Sibhala isibini kwisixwesisi sekhulu .

(src)="48"> En acht tienen .
(trg)="46"> Kwaye isibhozo seshumi .

(src)="49"> Dat is wat de acht hier is .
(trg)="47"> Yilento esisibin sesibhozo siyiyo apha .

(src)="50"> We hebben eigenlijk tweehonderd en tachtig opgeschreven .
(trg)="48"> Simbale mamkhulu ambini anesibhozo .

(src)="51"> Laten we verder gaan .
(trg)="49"> Masiqhuke sisiya phambili .

(src)="52"> Wanneer ik twee vermenigvuldig met vier .
(trg)="50"> Xa ndiphinda- phinda isibini ngesine .

(src)="53"> Je zou kunnen zeggen , oh , twee keer vier , dat is acht .
(trg)="51"> Ungathi , oh , isibini usuphinda- phinde ngesinye ufumana isine , kunjalo .

(src)="54"> Maar wat doe ik echt ?
(trg)="52"> Kodwa kanye kanye yintoni endiyenzayo ?

(src)="55"> Dit is de twee uit zevenentwintig .
(trg)="53"> Lento sisibini kwamashumi amabini anesixhenxe .

(src)="56"> Dus dat is eigenlijk een twintig en dit is eigenlijk een veertig .
(trg)="54"> Lona kanye kanye ngamashumi amabini kwaye lona ngamashumi amane , ngqo .

(src)="57"> Dus twintig keer veertig staat gelijk aan een acht met twee nullen .
(trg)="55"> Ngoko ke amashumi amabini uwaphinda- phinde namashumi amane ufumana sisibhozo namaqanda amabini .

(src)="58"> En is dus gelijk aan achthonderd .
(trg)="56"> Ilingana namashumi asibhozo .

(src)="59"> En wat hebben we gedaan ?
(trg)="57"> Kwaye senze ntoni thina ?

(src)="60"> We hebben twee vermenigvuldigd met vier en we zeiden , oh , twee keer vier is acht .
(trg)="58"> Siphinda- phinde isibini ngesine kwaye sathi , oh , isibini usiphinda- phinde ngesine ufumana isibhozo .

(src)="61"> We schreven een nul en een acht , zoals hier .
(src)="62"> Maar let op waar we de acht opschreven .
(trg)="59"> Sambala iqanda kunye nesibhozo nje olohlobo . kodwa qaphela kwindawo esisibhalekuyo isibhozo .

(src)="63"> We schreven de acht in de diagonaal van de honderdtallen .
(trg)="60"> Sibhale isibhozo kwindawo yekhulu yoxwesiso .

(src)="64"> Laat me dit met een andere kleur doen .
(trg)="61"> Mandiyenze ngombala owahlukileyo .

(src)="65"> We schreven deze op in de diagonaal van de honderdtallen .
(trg)="62"> Siyibhale kwindawo yekhulu yoxwesiso .

(src)="66"> Dus eigenlijk schreven we op -- ook al leek het erop dat we de twee met de vier vermenigvuldigden en zeiden dat dit acht was , en hoe we dit berekenden , is dat we eigenlijk twintig keer veertig deden en dit gelijk stelden aan achthonderd .
(trg)="63"> Ngoko ke , nyani nyani siyibhalile -- nangona ibonakala ngathi siphinda- phinde isibini ngesine kwaye uthi sisibhozo , ngendlela esiyibalele ngayo , senze amashumi amabini uwaphinda- phinde ngamashumi amane ufumana amakhulu asibhozo .

(src)="67"> Onthoud , dit is de diagonaal van de honderdtallen deze hele rij hier .
(trg)="64"> Khumbula , lento sisixwesisi samakhulu , yonke lento apha .

(src)="68"> En we kunnen door .
(trg)="65"> Kwaye singaqhubeka sisiyaphambili .

(src)="69"> Wanneer je zeven met acht vermenigvuldigt .
(trg)="66"> Xa uphinda- phinda isixhenxe ngesibhozo .

(src)="70"> Onthoud , dit is eigenlijk zeven - of , eigenlijk de zeven in zevenentwintig , dus een gewone zeven .
(trg)="67"> Khumbula , ukuba sisixhenxe -- kanjalo , lona sisxhenxe kwamashumi amabini anesixhenxe , ngoko ke sisixhenxe esiqhelekileyo .

(src)="71"> Dit is de acht in achtenveertig , dus een gewone acht .
(trg)="68"> Lona