Ku fika eka 1,7m
Ubude ifikelela ku-1,7 m


Kufika eka 60cm, ahixitalo 15cm
Ukufika ku-60cm, umlinganiselo we-15cm.

Sponges - Vutomi byale lwandle - Afrika-Dzonga
Umqhaphu - Iintyantyambo​ - Mzantsi Afrika

Nkanyi - Mimirhi - Afrika-Dzonga
Marula Tree - Imithi - Mzantsi Afrika

16. Ku aviwa ka vayimeri
23. Izithuba

Xitsonga
isiXhosa

Kavanyisa ka 7: Mfumo wa Muganga (151-164)
Isahluko 7: Urhulumente Wasekuhlaleni (151-164)

Mangwa - Timamali - Afrika-Dzonga
Cape Mountain Zebra - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Kavanyisa ka 12: Varhangeri va Ndzhavuko (211-212)
Isahluko 12: Iinkokeli Zomthonyama (211-212)

Ku leha (Xinuna): 825 mm
Uhlobo: Reptilia

Yingwe - Timamali - Afrika-Dzonga
I-Leopard - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Timhaka leti landzelaka ta mfumo wa muganga tanihi laha swi hlamuseriweke eka xiyenge xa 155(6) na (7):
Nale micimbi ilandelayo yoorhulumente basekuhlaleni ukuya kuthi xhaxhe koko kuchazwe kwisiqendu 155(6)(a) nese-(7):

Swakudya: Carnivora
Myalelo: Carnivora

Black Stork - Swinyenyana - Afrika-Dzonga
Black Stork - Iintaka - Mzantsi Afrika

Mhelembe - Timamali - Afrika-Dzonga
UBhejana we-Afrika - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Chavalala - Timamali - Afrika-Dzonga
Blesbok - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Ndyangu
Ukuthumela

Mbyana Nhova [Lycaon pictus]
Inja yezilwanyana [Lycaon pictus]

Kusuka eka 1 cm kuya eka 2 m hiku anama.
Ukuqala kwi 1cm up ukuya kwi 2 m ububanzi

Byanyi bya Ncila wa Ximanga - Mibyani - Afrika-Dzonga
Cats Tail - ​Ingca​ - Mzantsi Afrika

Hongonyi ya Wasa – Xivumbeko
Wildebeest - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Welwitschia - Mimirhi - Afrika-Dzonga
Welwitschia - Imithi - Mzantsi Afrika

Muxaka lowu wa nyoka wukumeka eka tindzhawu tale nwalungwini, kuya le va Kalahari nale Northern Cape, kuya fikelela e Namaqualand evupela dyambu nale Port Elizabeth evuhuma dyambu. Kasi eka tindzhawu tinwana yikumeka hinkwako kuya fika exikarhi ka Afrika nale Sudan na Guinea.
Inambezulu ifumaneka kwingingqi yasemantla, ukuya pha e-Kalahari nase Mpuma Koloni, igqithele pha e-Namaqualand kwintshona nakwi Mpuma yase Bhayi. Kwezinye iindawo ifumaneka pha embindini we Afrika ukuya e-Sudan nase Guinea.

Ntiko (Xisati): 8, 6 - 11, 8 kg
Isisindo (Imazi): Ngu-8,6 kg kuya ku-11,8 kg

Valala
iindidi

Sunfish - Vutomi byale lwandle - Afrika-Dzonga
Sunfish - Ubomi base Lwandle - Mzantsi Afrika

Ku fika eka 2,5m, hintolovelo 45cm
Ifikela ku 2,5m, ivamise ukuba ngu45cm.

Ku leha (M): 440 mm
Ubude (Imazi): 558 mm

Vutshamo bya Cape Otter
Umthini [Aonyx capensi]

Nhleti - Timamali - Afrika-Dzonga
Bat-eared Fox - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Laha yikumekaka kona
Blue duiker - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Nkolombyani - Swikokovi - Afrika-Dzonga
Striped Skink - Izilwanyana - Mzantsi Afrika

Vito rantolovelo ra xindyangu
Abafayo abancinci - Parapriacanthus ransonneti

Swakudya
isiXhosa

xiyenge xa 197.
nesiqendu 197.

Variable Skink - Swikokovi - Afrika-Dzonga
Uhlobo: Reptilia

Swiyenge swa 213, 214, 215, 216, 218, 226, 227, 228, 229, na 230 swi sungula ku tirha hi 1 Sunguti 1998. Kambe leswi a swi siveli ku tirhisa hi ku landza Vumbiwa leri ra mfumo wa milawu eka timhaka leti tihi na tihi ku nga si fika siku rero. Ku fikela siku rero timhaka kumbe tihi ta Vumbiwa ra Riphabliki ra Afrika Dzonga 1993, ti tshamaka ta ha tirha.
Isiqendu 213, 214, 215, 216, 218, 226, 227, 228, 229 nesama-230 ziqalisa ukusebenza ngomhla woku-1 kuJanuwari 1998, kodwa oku akukuthinteli ukuwiswa komthetho wepalamente, ngokwalo Mgaqo-siseko, okungumthetho wepalamente ekuthethwa ngawo kuyo nayiphi na kwezi nxalenye ngaphambi kwaloo mhla. Kude kube nguloo mhla, naziphi na iinxalenye zoMgaqo-siseko weRiphablikhi yoMzantsi- Afrika ka-1993, ezihambisana nezinye zihlala zisebenza.

Switsotswana na mavabyi
Barbera - Umdiliya - Mzantsi Afrika

Vito ra Ntolovelo ra Xindyangu
Klipfish - Ubomi base Lwandle - Mzantsi Afrika

yi nga boha-
Iinkundla–

28 Vana Hi ku langutisa:
28 Abantwana Ngokumayela:

Nguluve nhova - Timamali - Afrika-Dzonga
Aardvark - Ezanyisayo - Mzantsi Afrika

Timhaka leti landzelaka ta mfumo wa muganga ku fikela laha swi hlamuseriweke eka xiyenge xa 155(6) (a) na (7):
Nale micimbi yoorhulumente basekuhlaleni ilandelayo, ukuya kuthi xhaxhe kumda ochazwe kwisiqendu 156(6)(a) nese-(7):

Rixaka: Colubridae
Usapho: Colubridae

Ku fika eka 1m, hintolovelo 55 cm
Ukutya kwiintlanzi ezincinci zentlanzi.

[Xedulu ya 6A leyi nghenisiweke hi x xa 6 xa Nawu wa ku Cinciwa ka Vumbiwa ra Vukhume wa 2003 na ku herisiwa hi x xa 6 xa Nawu wa ku Cinciwa ka Vumbiwa ka Vukhumemune wa 2008.]
[ISihlomelo 6A safakelwa sisiqendu 6 soMthetho Weshumi Wokwenz’Utshintsho KuMgaqo-siseko ka-2008.]

Ku fika eka 1m, hintolovelo 40cm
Ifikela ku 1m, ivamise ukuba ngu40cm

Nsinya lowu wukumeka kusuka e Arabia kuya e Western Cape.
Zifumaneka ukusuka e-Arabia ukuya e Ntshona Koloni.

Cormorants - Swinyenyana - Afrika-Dzonga
Cormorants - Iintaka - Mzantsi Afrika

Wukumeka ngopfu e N’walungwini wa tiko kuya e dzongeni le Kalahari Gemsbok National Park, Nwalungwini kuya e dzongeni wa Angola na Somalia.
Kumantla wezwe, ukuya pha kumazantsi we-Kalahari, Gemsbok National Park, kumantla ukuya kumazantsi we Angola nase Somalia.