# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq_about.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq_about.xml.gz
(src)="s1"> Malunga nale FAQ
(trg)="s1"> 關於此 FAQ
(src)="s2"> Ndingenza ntoni ukunceda ngale FAQ ?
(trg)="s2"> 我要怎麼幫忙這份 FAQ ?
(src)="s3"> Kuqala , sithumele naziphi iimposiso ozifumanayo . Kwakhona , naziphi na iziphakamiso onokubanazo ziyavuyelwa . Kungcono noko , nayiphi na into ocinga ukuba ayicacanga , kwaye ukuba kuyenzeka , sithumele ocinga ukuba kucacile . Idilesi yethun ye email ngu kde- faq@ kde. org .
(trg)="s3"> 首先, 將任何您找到的錯誤告訴我們。 此外, 您也可以給我們任何建議, 還有您覺得不清楚的地方也一起告訴我們, 可以的話, 更希望您告訴我們要怎麼做才更好。 我們的電子郵件地址是 : faq@ kde. org 。
(src)="s4"> Okwesibini , sithumele izisombululo zakho zemibuzo ebuzwa- rhoqo ekwakule FAQ . Sizakuzibeka ngokukhawuleza .
(trg)="s4"> 其次, 對於那些還沒有收錄到此 FAQ 的常見問題, 請將您的解決方法告訴我們。 我們會盡快放進來 。
(src)="s5"> Okokugqibela kodwa okunga kuncinananga , nceda yenza usebenziso olupheleleyo lwale FAQ . Funda oku FAQ ( nolunye uxwebhu olusondeleyo ) ngoko phambi kokubuza imibuzo kweyahlukileyo i & kde ; uluhlu lokuposa okanye amaqela endaba .
(trg)="s5"> 最後, 請好好利用此 FAQ 。 在到各個 & kde ; 郵件論壇發問之前, 請先詳細閱讀此份 FAQ ( 還有其他相關文件 ) 。
(src)="s6"> Ungafuna kwakhona ukuqwalasela ukuba ngu FAQ mlondolozi . Nceda thelekisa ku kwinkcukacha ezininzi .
(trg)="s6"> 您也許正考慮當 FAQ 的維護者。 詳情請參考 。
(src)="s7"> Ndingabanguye njani FAQ umlondolozi ?
(trg)="s7"> 我要怎麼成為 FAQ 維護者 ?
(src)="s8"> Ngenene , kulula kakhulu ukuba yi FAQ umlondolozi . Kwaye sisoloko sifuna igazi elitsha . : - ) Sithumele nje i email ku kde- faq@ kde. org .
(trg)="s8"> 事實上, 這很容易, 我們也一直需要新血加入 。 : - ) 只要發一封電子郵件到 kde- doc- english@ kde. org 。
# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq.xml.gz
(src)="s1"> & kde ; Imibuzo Ebuzwa Rhoqo
(trg)="s1"> & kde ; 常見問題集
(src)="s3"> Antoinette Dekeni antoinette@ translate. org. za Translation
(trg)="s3"> Frank Weng franklin at goodhorse dot idv dot tw 文件翻譯
(src)="s4"> I & kde ; Iqela
(trg)="s4"> kde ; 開發團隊
(src)="s5"> Olu luqokelelo lwemibuzo ebuzwa rhoqo malunga ne Meko- bume ye K Desktop . Nceda xela naziphi na ibugs , ezingenasigxina, okanye ushiyo olufumana kule FAQ kwi kde- faq@ kde. org . Nceda sukuposa imibuzo yakho kolu luhlu . Ziposele kwi & kde ; uluhlu lokuposa namaqela endaba endaweni yopko . Iphathelwe le FAQ .
(trg)="s5"> 這是一份關於 KDE 的常見問題的文件。 如果您在這份 FAQ 裡發現任何錯誤、 不一致、 矛盾或疏忽的地方, 請向 kde- doc- english@ kde. org 回報。 請不要直接將您的問題寄到該郵件論壇中, 而是發信給 & kde ; 郵件論壇與新聞群組。 他們會負責這份 FAQ 。
(src)="s6"> KDE
(trg)="s6"> KDE
(src)="s7"> FAQ
(trg)="s7"> FAQ
(src)="s8"> umbuzo
(trg)="s8"> 問
(src)="s9"> impendulo
(trg)="s9"> 答
(src)="s10"> Amatyala Nelayisenisi
(trg)="s10"> 致謝名單與版權
(src)="s11"> Eyangoku FAQ abalondolozi zi :
(trg)="s11"> 目前的 FAQ 維護者為 :
(src)="s13"> Iimpendulo ezininzi kule FAQ zithathwa kweyahlukeneyo i & kde ; uluhlu lokuposa namaqela endaba . Nantsi i enkulu enkosi- kuni nonke abathe banikela iimpendulo ezivelayo kule FAQ .
(trg)="s13"> 在此份 FAQ 中的許多答案是由不同的 & kde ; 郵件論壇與新聞群組而來。 我們在此非常感謝這些曾經提供答案的各位 。
(src)="s14"> Imibulelo eyodwa iya kowokuqala FAQ umlondolozi , obhale okuninzi kwemisebenzi apha , kwaye wenze umsebenzi omkhulu kakhulu : Mnu . Lee Wee Tiong
(trg)="s14"> 特別感謝過去的 FAQ 維護者, Rainer Endres 與 Mr . Lee Wee Tiong
(src)="s15"> Translation Antoinette Dekeni antoinette@ translate. org. za
(trg)="s15"> 翻譯 Frank Weng ( a. k. a . Franklin ) franklin at goodhorse dot idv dot tw
# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq_configkde.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq_configkde.xml.gz
(src)="s1"> Iqwalasela i & kde ;
(trg)="s1"> 設定 & kde ;
(src)="s2"> Ndingalucwangcisa njani ulwimi olusetyenziswa yi & kde ; ?
(trg)="s2"> 我要怎麼設定 & kde ; 使用的語言 ?
(src)="s3"> Kukho iindlela ezimbini zokucwangcisa ulwimi & kde ; ezisebenzisayo kwimiyalezo ezakuyibonisa :
(trg)="s3"> 有兩種方法設定 & kde ; 使用的語言 :
(src)="s4"> Usebenzisa i kde ; Umbindi Wolawulo
(trg)="s4"> 用 kde ; 控制中心 來設定
(src)="s5"> Gxotha i kde ; Umbindi Wolawulo kwaye khetha Ubuntu bakho ilandelwa yi Ilizwe no Lwimi . Ungakhetha olwakho ulwimi nendawo apha . Ukuba i & kde ; ayinakufumana uguqulelo kulwimi lokuqalo elikhethiweyo , izakuwa kolungagqibekanga ulwimi . Oku ngesiqhelo kuzakuba ( Amelika ) isiNgesi .
(trg)="s5"> 叫出 kde ; 控制中心 , 選擇 區域性 & 易用性 中的 國家、 地區 & 語言 選單。 您可以選擇您的語言與所在區域。 如果 & kde ; 找不到您所選擇語言的翻譯, 它會改用預設的語言, 通常是( 美式) 英文 。
(src)="s6"> Usebenzisa i kde ; Umbindi Wolawulo yindlela ekhethiweyo yokukhetha iilwimi kwi & kde ; .
(trg)="s6"> 要在 & kde ; 中要選擇使用的語言, 建議最好使用 kde ; 控制中心 。
(src)="s7"> Usebenzisa i LANG umahluko wemeko- bume
(trg)="s7"> 使用 KDE_ LANG 環境變數
(src)="s8"> Indlela yesibini isebenzisa isicwangciso esisezantsi kwindlela yakho . Ukutshintsha ulwimi , cwangcisa umahluko wemeko- bume LANG ngendlela . Umzekelo , ukuba iqokobhe lakho yi uvuthuzo , phumeza rhweba ngaphandle ukucwangcisa Isijamani njengolwimi olusetyenziswayo .
(trg)="s8"> 第二種方法是使用您系統中的標準區域設定。 要改變語言, 只要設定 KDE_ LANG 環境變數。 例如, 如果您的 shell 是使用 bash , 則執行 export KDE_ LANG =zh_ TW. UTF- 8 就可以將使用的語言設定為繁體中文( 使用 UTF- 8 編碼 ) 。
(src)="s9"> Kukho iswitsha yebhodi yezitshixo yeebhodi jikelele ze & kde ; ?
(trg)="s9"> 在 & kde ; 中可以將鍵盤切換為國際鍵盤嗎 ?
(src)="s10"> Ewe ungayiqwalasela usebenzisa i kde ; UmbindiWolawulo Amacendo Ibhodi yezitshixo Ubeko incoko yababini yoqwalaselo .
(trg)="s10"> 有的。 您可以用 kde ; 控制中心 裡的 區域性 & 易用性 , 鍵盤佈局 設定頁來設定 。
(src)="s11"> Ndiyibuyisela njani esezantsi okubhaliweyo kongeniso lwegama nge & kde ; ikhusi legama elithile ?
(trg)="s11"> 我要怎麼將標準文字登入螢幕換成 & kde ; 登入螢幕 ?
(src)="s13"> Kuqala , kufuneka utshintshe kwi xdm sebenzisa umphakamo ( sebenzisa umphakamo 5 kwi & RedHat ; iindlela , 3 ku & SuSE ; ) ngokuhlela eyakho / etc/ inittab ifayile . Kwifayile , unganelayini ethi id: 3: initdefault : . Yitshinshele ku id: 5: initdefault : . Ngoku kwisiphelo sefayile , gqabaza le layini ilandelayo : x: 5: respawn : / usr/ bin/ X11/ xdm - nodaemon < literal > kwaye yibuyisele nge x: 5: respawn : < replaceable > / opt/ kde / < \ replaceable > bin/ kdm - nodaemon .
(trg)="s13"> 首先, 您必須修改您的 / etc/ inittab 檔, 將系統執行等級( runlevel) 切換為 xdm runlevel ( 在 & RedHat ; 和SuSE ; 系統上為 runlevel 5 ) 。 在該檔中會有一行 id: 3: initdefault : 。 把它改成 id: 5: initdefault : 。 接著, 在檔案的最後面, 把這一行 : x: 5: respawn : / usr/ bin/ X11/ xdm - nodaemon 換成 x: 5: respawn : / opt/ kde / bin/ kdm - nodaemon 。
(src)="s14"> Indawo ye & kdm ; ingahluka kwindlela yakho .
(trg)="s14"> 注意您的系統中的 & kdm ; 檔的位置可能跟範例不同 。
(src)="s15"> Utshintsho ukuthatha isiphumo ngokukhawuleza , chwetheza init 5 ( ye & RedHat ; iindlela ) kukwenziwa kweqokobhe .
(trg)="s15"> 要讓此變更立即生效, 在命令列中輸入 init 5 ( RedHat ; 系統上) 即可 。
(src)="s16"> Kungumngcipheko ukuqupha igama lomzobo ngaphandle kokukhangela ngaphambili noba iyasebenza . Ukuba ayiphumeleli , uzakubakho kwixesha elinzima lokufumana kwakhona ....
(trg)="s16"> 不過如果沒有先試看看能不能用就啟動圖形登入介面, 是有不少風險的。 如果不能用的話, 要回到原來的設定得花一番手腳 ...
(src)="s18"> Ndilufumana phi ulwazi malunga nemixholo ye & kde ; yokuxoxwa ?
(trg)="s18"> 我要到哪裡去找關於 & kde ; 佈景主題的資訊 ?
(src)="s20"> Ndizitshintsha njani iindidi ze & MIME ; ?
(trg)="s20"> 我要怎麼修改 & MIME ; 類型 ?
(src)="s21"> Ukuba usebenzisa i & konqueror ; , yenza oku endaweni yoko : kuqala , vula i & konqueror ; window kwaye khetha Hlela Udidi Lwefayile . Fumana udidi ofuna ukulitshintsha ( e. g . text/ english or image/ gif ) , nqakraza i & RMB ; , khetha Ngokubanzi , kwaye cwangcisa isicelo sendlela ekhethiweyo naphi na apho ufuna khona .
(trg)="s21"> 如果您使用 & konqueror ; , 請這樣做: 首先, 開啟 & konqueror ; 視窗, 選擇 設定 設定 Konqueror 征服家 , 然後是 檔案關聯 。 尋找您要變更的型態( 如 : text/ english 或 image/ gif , 並設定要使用的應用程式與順序 。
(src)="s22"> & kde ; ( kdm ; ) ayifundi eyam i . bash_ profile !
(trg)="s22"> & kde ; ( kdm ; ) 沒有讀取我的 . bash_ profile 檔 !
(src)="s23"> Umphathi wongeniso kwamagama xdm ( ne & kdm ; ) ayenzi iqokobhe legama elithile , ngoko . profile , . bash_ profile , etc . asizo mvelaphi . Xa umsebenzisi eloga ngaphakathi , xdm yenza Xstartup njengengcambu kwaye ngoko Xsession njengomsebenzisi . Ngoko uqheliso oluqhelekileyo kukudibanisa iingxelo kwi Xsession ukuvelisa imboniso yomsebenzisi . Nceda hlela elakho Xsession kwaye . xsession iifayile .
(trg)="s23"> 登入管理員 xdm 和kdm ; 不會執行登入 shell, 所以不會執行 . profile , . bash_ profile 等檔案。 當使用者登入後 , xdm 會以 root 執行 Xstartup , 接著以使用者身份執行 Xsession 。 所以您可以將設定寫到 Xsession 與 . xsession 檔中 。
(src)="s24"> Ndiyisebenzisa njani i & TrueType ; imigca kwi & kde ; ?
(trg)="s24"> 我要怎麼在 & kde ; 中使用 ITrueType ; 字型 ?
(src)="s25"> Ufuna ukufaka i & TrueType ; inkxaso yomgca kweyakho & X- Windows ; . Nceda jonga kwi x. themes. org yemigca , ne xfsft : & TrueType ; Inkxaso Yomgca Ye X11 okanye X- TrueType ; Iphepha Lasekhaya Leprojekti Yomncedisi yabancedisi bomgca .
(trg)="s25"> 您必需安裝 & TrueType ; 字型支援到您的 & X- Window ; 設定中。 請參考 x. themes. org 尋找字型相關資訊, 以級 xfsft : & TrueType ; Font Support For X11 或 X- TrueType ; Server Project Home Page 尋找字型伺服器相關資訊 。
(src)="s26"> Ukuba unesiqhuma se & TrueType ; imigca kwi & Microsoft ; & Windows ; , hlela i XF86Config ifayile ukufumana imigca kwincwadi eneenkcukacha yomgca . Ngoku xelela nje i & kde ; isebenzise le migca mitsha ngento eluncedo yomphathi womgca .
(trg)="s26"> 如果您有從 & Microsoft; Windows ; 來的 & TrueType ; 字型, 請編輯 XF86Config 檔, 從字型資料夾中取得字型, 然後用字型管理工具告訴 & kde ; 使用這些新字型 。
(src)="s27"> Kuyenzeka ukungenisa , ukubonisa nokusebenza ngophawu lwe Euro kwi & kde ; ?
(trg)="s27"> 可以在 & kde ; 中輸入、 顯示與使用歐元符號嗎 ?
(src)="s28"> Ewe no hayi . Kwinkcukacha , jonga apha : http : // www. koffice. org/ kword/ euro. phtml .
(trg)="s28"> 可以, 也不可以。 詳情請參考 http : // www. koffice. org/ kword/ euro. php 。
(src)="s40"> Ndingathanda ukunqakraza i & LMB ; naphi na kwi desktop kwaye ubene K menu eboniswayo .
(trg)="s40"> 我想在桌面上任何地方點選滑鼠左鍵叫出 K 選單 。
(src)="s41"> Vula i kde ; Umbindi Wolawulo kwaye khetha < menuchoice > Jonga kwaye UveDesktop < menuchoice > . Ungakhetha ukuziphatha konqakrazo lwe mouse kwi desktop . Ukuba ne K menu vula kweyodwa i & LMB ; nqakraza , tshintsha ungeno olunombhalo Iqhosha lasekhohlo ukuthi Isicelo se Menu .
(trg)="s41"> 開啟 kde ; 控制中心 , 選擇 桌面 行為 。 您現在可以選擇桌面上滑鼠點選的行為。 若您想要用單擊滑鼠左鍵開啟 K 選單, 則修改 左鍵 項目為 應用程式選單 。
# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq_contrib.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq_contrib.xml.gz
(src)="s1"> Iyanikela
(trg)="s1"> 貢獻
(src)="s2"> Ndinganikela njani kwi & kde ; ?
(trg)="s2"> 我要怎麼貢獻給 & kde ; ?
(src)="s3"> & kde ; yiprojekti ekhululekileyo ye computer ehlala kwiminikelo yokuncedisa . Wonke umntu uyakhuthazwa ukunikela kwi & kde ; . Asingo badwelisi benkqubo kuphela abamkelekileyo . Kukho iindlela ezininzi apho unganceda ukunyusa i & kde ; :
(trg)="s3"> & kde ; 是一個自由軟體專案, 由許多志願貢獻者建構而成。 所有人都能對 & kde ; 有所貢獻。 不只是程式設計師, 還有很多其他方法可以協助改進 & kde ; 。
(src)="s4"> Vavanya izixhobo zecomputer .
(trg)="s4"> 測試軟體 。
(src)="s5"> Thumela kwiingxelo ze bug . Kulwazi oluninzi koku , bona Ndiyingenisa njani ingxelo ye bug ? .
(trg)="s5"> 送出錯誤回報。 關於這一點, 您可以參考 我要怎麼送出錯誤報告 ? 。
(src)="s6"> Uxwebhu lokubhala okanye iifayile zokunceda . Ungafumana ulwazi oluthile ngokundwendwela i kde ; Iphepha Lasekhaya Leqela Lokuhlela .
(trg)="s6"> 撰寫文件或說明檔。 您可以參考 kde ; Editiorial Team Home Page 。
(src)="s7"> Guqulela iinkqubo , uxwebhu , neefayile zokunceda . Kulwazi oluninzi koku , ungandwendwela I & kde ; iWeb Site yaBaguquleli ' nabenzi bamaXwebhu ' .
(trg)="s7"> 翻譯程式、 文件與說明檔。 您可以參考 The & kde ; Translators ' and Documents ' Web Site 。
(src)="s8"> Zoba ii icon ezintle okanye qamba iziphumo zesandi . Ungandwendwela i kde ; iphepha labazobi ukufumana okuninzi .
(trg)="s8"> 畫一些很棒的圖示或合成音效。 您可以參考 kde ; artists page 。
(src)="s9"> Imiba yokubhala neencwadi malunga ne & kde ; . Ukuba ufuna ukunceda ukwandisa igama malunga ne & kde ; , thumela ngokulula i email ku kde- pr@ kde. org . Oku kuzakudibanisa nge & kde ; amatsha- ntliziyo omsebenzi kawonke wonke .
(trg)="s9"> 撰寫關於 & kde ; 的文章或書籍。 如果您希望協助散布關於 & kde ; 的文章, 請送電子郵件到 kde- pr@ kde. org 。 您可以與 & kde ; 發布志工取得聯繫 。
(src)="s10"> Dwelisa entsha i & kde ; izicelo . Nceda thelekisa ku kulwazi oluninzi .
(trg)="s10"> 撰寫新的 & kde ; 應用程式。 詳情請參考 。
(src)="s11"> Kunjalo , abanikeli bamkelekile nabo . : - )
(trg)="s11"> 當然, 我們也很歡迎贊助者 。 : - )
(src)="s12"> Kukho iindawo ezininzi ukujonga ulwazi oluninzi ukuba ufuna ubandakanyo kubhekiso phambili . Inqwanqwa lokuqala ukunikela kwezinye ze uluhlu lokuposa . Uzakubona kufutshane into ezakunyuswa okanye idityaniswe .
(trg)="s12"> 如果您想加入開發團隊, 這裡有一些提供更多資訊的地方。 第一步是訂閱一些 郵件論壇 。 您可以看到一些可以改進或新增的地方 。
(src)="s13"> Ndiyingenisa njani ingxelo ye bug ?
(trg)="s13"> 我要怎麼送出錯誤回報 ?
(src)="s14"> Kukho indlela yophawulo ye bug ekhoyo ku http : // bugs. kde. org . Indlela isebenzisa iwizard ukungenisa ingxelo ye bug noluhlu lwezaziwayo zonke iibug .
(trg)="s14"> 有一個錯誤追蹤系統, 在 http : // bugs. kde. org 。 此系統有一個精靈, 能協助您送出新的錯誤報告, 並列出所有已知的錯誤 。
(src)="s15"> Indlela elula yokungenisa ibug kukukhetha Uncedo Chaza iBug ... kwi menu bar yesicelo nge bug . Oku kuzakuvula ibhokisi yencoko yababini encinane ngekhonkco kwindlela yophawulo ye bug . Nceda qiniseka ukulandela imiyalelo ye bug exela iwizard .
(trg)="s15"> 最簡單的方法是從出問題的應用程式的選單列中選擇 說明 報告問題 ... 。 它會開啟一個小的對話盒, 連結到錯誤回報系統。 請確定遵循錯誤回報精靈的說明 。
(src)="s16"> Ndifuna ukudwelisela i & kde ; . Ndingenza ntoni kuqala ?
(trg)="s16"> 我要為 & kde ; 寫程式。 我應該怎麼做 ?
(src)="s17"> Wonke umntu uyakhuthazwa ukubhekisa phambili izixhobo zecomputer ze & kde ; . Omawukwenze kuqala kuxhomekeke ngokuqinileyo kulwazi lwakho , & eg ; noba sele ufunde i C++ okanye uno lwazi nge & Qt ; izixhobo njalo- njalo .
(trg)="s17"> 我們鼓勵所有人開發 & kde ; 的軟體。 您首先要做的, 跟您的經驗有很大的關係。 例如, 是否您有學過 C++ 或有用 & Qt ; 工具開發的經驗等等 。
(src)="s18"> Ukuya kwi & kde ; udweliso , uzakufuna izixhobo ezingundoqo ezithile : automake , autoconf , ne egcs . Ungajonga ku http : // developer. kde. org / ne http : // www. ph. unimelb. edu. au/ ~ssk/ kde/ devel / iincam ezininzi .
(trg)="s18"> 要開始撰寫 & kde ; 程式, 您需要一些基本工具 : automake , autoconf , 與 egcs 。 您應該參考 http : // developer. kde. org / 尋求更詳細的提示 。
(src)="s19"> Elinye icebo elisemagqabini lokufunda i & kde ; udweliso yi & Qt ; iimfundiso eziselayinini . Ezi zifakwa kunye ne & Qt ; . Ukuzibonisela zona , vula $ QTDIR / html/ index. html kwi & konqueror ; uyenze ibelinqaku lencwadio . Iimfundiso zingafunyanwa phantsi kwe Usebenzisa i Qt " . Ikhowudi yemvelaphi yesifundo ngasinye ingafumaneka kwi $ QTDIR / tutorial ulawulo .
(trg)="s19"> 另外一個學習 & kde ; 程式開發很棒的資源是 & Qt ; 線上教學系統, 與 & Qt ; 一起安裝。 您只要用 & konqueror ; 開啟 $ QTDIR / doc/ html/ index. html 並加入書籤。 這個教學系統可以在「 使用 Qt」 下面找到。 每一個課程的原始碼都可以在 $ QTDIR / tutorial 目錄中找到 。
(src)="s20"> Kukho , ngoko ke , into enye umntu wonke anomdla kuyo kudweliso lwe & kde ; enokuyenza : nikela kubabhekisi phambili boluhlu lokuposa . Ukunikela , unokuthumela i email ku kde- devel- request@ kde. org ngomxholo nikela eyakho_ email_ idilesi .
(trg)="s20"> 不過, 每一個有志於開發 & kde ; 程式的人都應該做一件事 : 訂閱 developers 郵件論壇 。 您只要送個電子郵件到 kde- devel- request@ kde. org , 主旨設為 subscribe 您的電子郵件地址 即可 。
(src)="s21"> Nceda funda Unikela/ awunikeli njani kolu luhlu ngononophelo . Yonke into ethethiweyo apho ifakwa kuluhlu lobhekiso phambili .
(trg)="s21"> 請閱讀 如何訂閱/ 取消訂閱這些郵件論壇 。 那裡所有的內容都可套用到所有的郵件論壇 。
(src)="s22"> Ndilufumana njani unikezelo kwi CVS ?
(trg)="s22"> 我要怎麼存取 & kde ; SVN ?
(src)="s23"> I & kde ; projekti isebenzisa CVS ukubhekisa phambili amaqela angaphakathi ecomputer . Ngesiqhelo , xa utshintshe enye yala maqela ( eg ; ilungise ibug ) , kwaye ufuna ukubophelela olu tshintsho , indlela engcono kukwenza ulapho ngokuchasene nofoto olukhawulezileyo kwaye thumela olu lapho kumbhekisi phambili/ umlondolozi wodwelso oluhloniphiweyo .
(trg)="s23"> & kde ; 專案使用 SVN 來開發此軟體的核心部份。 通常, 當您要修改這一部份( 如修正錯誤) 時, 最好的做法是產生一個對目前源碼的修補檔, 然後傳送給開發者或維護者 。
(src)="s24"> Ukuba wenza oku ngaphezulu okanye ngezants qhoqo , ungabuza u Stephan Kulow coolo@ kde. org kunikezelo oluthe ngqo kwi CVS umncedisi . Kodwa lindela ukuba abasebenzisi abaninzi bazakucotha CVS unikezelo kubo bonke ababhekisi phambili , ngoko sifuna ukugcina inani labantu ngethe ngqo CVS nikezela encinane eqondayo . Kodwa khululeka ukubuza !
(trg)="s24"> 如果您是經常或定期在做修改的人, 這裡有一些關於取得 SVN 主目錄的寫入權限的說明 : http : // developer. kde. org/ documentation/ other/ developer- faq. html# q1. 8 。 不過要注意的是, 太多的人存取會造成 SVN 速度變慢, 因此我們會限制不要有太多人直接存取。 您隨時可以前來詢問相關問題 。
(src)="s25"> Ndifuna ukuqonda nje yonke into . Ndingano lokufunda- kuphela unikezelo CVS ?
(trg)="s25"> 我可以以唯讀模式讀取 SVN 的主目錄嗎 ?
(src)="s26"> Imiyalelo ukutshintsha i anoncvs umncedisi ingafunyanwa ku http : // www. kde. org/ anoncvs. html , nayo .
(trg)="s26"> 可以。 這裡有一份如何使用匿名帳號以唯讀模式來讀取 SVN 的說明 : http : // developer. kde. org/ source/ anonsvn. html
(src)="s27"> Inga kukho cvsup amanxuwa esibuko e & kde ; ?
(trg)="s27"> 有任何 & kde ; 的 SVN 鏡射站台嗎 ?
(src)="s29"> Ndihamba njani malunga nokuguqulela & kde ; iinkqubo kulwimi lwam lobuhlanga ?
(trg)="s29"> 我要怎麼將 & kde ; 程式翻譯成我的母語 ?
(src)="s30"> Khangela i I & kde ; Abaguquleli Nabenzi bamaxwebhu ' Web Site ukubona noba eyakho inkqubo sele iguqulelwe ( ezininzi zi ) . Kungenjalo uzakufumana ulwazi apho lwendlela yokuyenza ngokwakho .
(trg)="s30"> 請參考 The & kde ; Translators ' and Documenters ' Web Site 來看是否已經有您的母語的翻譯( 大部份的語言都有 ) 。 沒有的話, 您也可以在那裡找到如何翻譯的相關資訊 。
# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq_desktop.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq_desktop.xml.gz
(src)="s1"> Idesktop
(trg)="s1"> 桌面
(src)="s2"> Ndisidibanisa njani isicelo kwi desktop ?
(trg)="s2"> 我要怎麼將應用程式新增到桌面 ?
(src)="s3"> Khetha nje isicelo esifunwayo kwi K menu notsalo nolahlo lwayo kwi Desktop . Yiyo leyo .
(trg)="s3"> 只要從 K 選單中選擇想要的程式, 然後拖曳到桌面即可 。
(src)="s4"> Izicelo ezingadweliswanga kwi K menu , sebenzisa i & RMB ; kwidesktop kwaye khetha Yenza Entsha Dibanisa kwiSicelo kwaye gcwalisa kuqwalaselo lwesicelo ofuna ukudibanisa kuso .
(trg)="s4"> 不在 K 選單中的應用程式, 您可以在桌面上點擊滑鼠右鍵, 並選擇 建立新的 檔案 應用程式連結 ... 並填入您要連結的應用程式的設定 。
(src)="s5"> Ndiyunyuka/ andinyuki njani icebo kwi desktop ?
(trg)="s5"> 我要怎麼從桌面掛載/ 卸載裝置 ?
(src)="s6"> Kuqala , qiniseka ukuba uvunyelwe uku nyuka / ukunganyuki icebo lendlela njengo msebenzisi .
(trg)="s6"> 首先, 確定您可以以使用者身份執行 mount 與 umount 。
(src)="s8"> Zigcinwa phi ii icon ?
(trg)="s8"> 圖示都放在哪裡 ?
(src)="s9"> Ii icon zingafunyanwa kuphela kwi $ KDEDIR / share/ icons okanye $ IKHAYA / . kde2/ share/ icons . Ukusebenzisa ii icon ezigcinwe kwezinye iindawo , kufuneka noba uzikhuphela kwenye kwezilungisiweyo ezikhankznywe- ngasentla & kde ; iindawo okanye yenza ii symlink .
(trg)="s9"> 圖示都放在 $ KDEDIRS / share/ icons , 或是 $ HOME / . kde/ share/ icons , 或是 $ HOME / . kde2/ share/ icons 裡面。 要使用放在其他位置的圖示, 您要將它們拷貝到上述的目錄, 或是用符號連結 。
(src)="s10"> Ndilisebenzisa njani vili lorolo lwe imouse kwi & kde ; ?
(trg)="s10"> 我要怎麼在 & kde ; 中使用滑鼠滾輪 ?
(src)="s11"> Inkxaso yevili le Mouse livela nge & Qt ; 2. 0 nangentla , ngoko & kde ; ijoliswe kulo nto izakuxhasa ngokuzenzekelayo usebenziso lwevili lorolo lwe mouse .
(trg)="s11"> 滑鼠滾輪在 & Qt ; 2. 0 以後支援, 因此只要您的系統設定正確, kde ; 自動會支援滑鼠滾輪。 如果不行的話, 請檢查您的 & X- Server ; 設定 。
(src)="s12"> ile ?
(trg)="s12"> 我要怎麼叫出在特定桌面的應用程式 ?
(src)="s13"> & kde ; iza nenkqubo ebizwa nge & kstart ; . Ukuqala Mozilla kweyesibini idesktop kwaye ngoko yenze isebenzise : kstart " netscape " - desktop 2 - sebenzisa .
(trg)="s13"> & kde ; 有一個程式叫 & kstart ; 。 要在第二個桌面啟動 xterm 並使用 : kstart -- desktop 2 -- activate -- window " xterm " xterm 。
(src)="s15"> Nceda funda kstart -- nceda- zonke kwemininzi imilingo eyenziwe yi & kstart ; ( kwaye kukho eminye ) .
(trg)="s15"> 請參考 kstart -- help- all 。 可以看到更多 & kstart ; 的魔法( 真的很多 ) 。
(src)="s16"> Ndizigcina phi iifayile zam ukuba ndifuna ukuvela ngqo kwi desktop ?
(trg)="s16"> 如果我要讓檔案直接出現在桌面上, 我要把檔案存在哪裡 ?
(src)="s17"> $ HOME / Desktop . Ungafuna ukuhlaziya eyakho ideskyop emva kokugcina iifayile zakho .
(trg)="s17"> $ HOME / Desktop 。 您可能在儲存檔案之後需要刷新桌面 。
# xh/docmessages/kdebase-runtime/faq_filemng.xml.gz
# zh_TW/docmessages/kdebase-runtime/faq_filemng.xml.gz
(src)="s1"> Umphathi wefayile
(trg)="s1"> 檔案管理員
(src)="s2"> Umphathi wefayile wokhetho we & kde ; yi & konqueror ; . I & konqueror ; iphepha lasekhaya libekwe ku http : // www. konqueror. org apho i & konqueror ; - ethile FAQ ingafunyanwa khona .
(trg)="s2"> & kde ; 的檔案管理員為 & konqueror ; 。 konqueror ; 的首頁會落在 http : // www. konqueror. org , 您可以在那裡找到一份 & konqueror ; 的 FAQ 。
(src)="s3"> Ndingayitshintsha njani inkangeleko kulawulo kwi & konqueror ; ?
(trg)="s3"> 我要怎麼在 & konqueror ; 中變更資料夾的圖示 ?
(src)="s6"> Ndingayenza njani enge- nagama laziwayo & FTP ; inikeza nge & kfm ; ne & konqueror ; ?
(trg)="s6"> 我要怎麼用konqueror ; 來做非匿名的 & FTP ; 傳輸 ?
(src)="s7"> Ngesiqhelo , ukuba ungenisa i & URL ; njenge ftp : // ftp. somehost. com , & kfm ; ne & konqueror ; izakuzama igama elingaziwayo kwi & FTP ; umncedisi . Ukuba ufuna ukufaka igama njengomsebenzisi othile , ngenisa i & URL ; njenge ftp : // username@ ftp. somehost. com endaweni . & kfm ; ne & konqueror ; izakubuza elakho igama eligqithisiweyo kwaye lidibanise kumncedisi .
(trg)="s7"> 通常, 若您輸入網址, 像是 ftp : // ftp. somehost. com , konqueror ; 會使用匿名登入。 如果您要以特定使用者身份登入, 您可以輸入像這樣的網址 : ftp : // username@ ftp. somehost. com 。 konqueror ; 會問您密碼, 然後連到該伺服器上 。
(src)="s8"> Ndilukhankanya njani ulawulo lesiqalo lwe & konqueror ; ?
(trg)="s8"> 我要怎麼指定 & konqueror ; 的啟始資料夾 ?
(src)="s9"> & RMB ; nqakrzaza kwi & konqueror ; icon kwaye khetha Ezikhethwayo . Phantsi kwe Phumeza isithuba ozakufumana into enjenge kfmclient incwadi ; fakela nje ifayile ; / naphi na/ apho/ ufuna khona ngo lawulo onalo & konqueror ; njengokuqala .
(trg)="s9"> 在家目錄的圖示上點選滑鼠右鍵, 選擇 內容 。 在 應用程式 頁中您可能會看到一些像是 kfmclient openProfile filemanagement 的東西, 只要在後面加入 file : / whereever/ you/ want 即可 。